Apish fake bahlalini ndingu sisi ona 36yrs aphe Bhayi ndijola - TopicsExpress



          

Apish fake bahlalini ndingu sisi ona 36yrs aphe Bhayi ndijola nomfana ona 21yrs akaphangeli yena uncedwa ndim ndiyampha imali ndiyamthengela neempahla izolo kufike umamo mntana wakhe wabe yandithuka lentombi ithi mandohlukane nendoda yakhe ngku mna ndithi kulomfana makahoye umamo mntana wakhe uthi yena akasamthandi uthanda mna an soze ohlukane nam ndiyamthanda lomfana bethuna ndicela uthule xa ungena ngcebiso ngoba mna andiqhelwa ngonolali ndithini?? #Apish
Posted on: Sat, 24 Jan 2015 05:21:07 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015