Insert 1 Its been a year since we got married I was getting - TopicsExpress



          

Insert 1 Its been a year since we got married I was getting bored yiyonke lento yohlala endlini nabazali bakhe sibe sibukana imini yonke,ndandifuna ufunda or uphangela ngoku Me:Yazi kudala ndicinga ndifuna ubuyela eskolweni okanye ndiphangele noba kwaShoprite wethu Dumani:Awonwabanga apha ekhaya,andizuba nomfazi uzophangela mna Just imagine Tata angathini xa enovha lonto Me:Amaxesha atshintshile njena ngoku Dumani: pha kude not ekhaya vuka futhi uyokwenzela uMama iTea uyakhalaza uthy itea ayenzelwa nguwe iyabanda and unento yoqhumba lately Me:Makazenzele engabandiyo Ndisitsho ndiphakama ndinxiba Ndithe xa ndiphuma yakhala iphone wazulisa noba ebelinde ndiphume ndavala icango ndamamela Dumani:Molo Standwa Sam andisakukhumbuli...
Posted on: Sat, 12 Jul 2014 08:43:18 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015