Insert 31 After he dropped the call ndandiqhuma ngumsindo . - TopicsExpress



          

Insert 31 After he dropped the call ndandiqhuma ngumsindo . Everything in me wanted to go to his place and give hin a piece of my mind kuba kokwabo kwaku kufutshane kunalapha ekhaya . I stormed out of my room , went to the kitchen , drank wather tryna cool myself down . But my hands where shaking I couldnt believe ba how one would be so selfish and gready . The only person that deserves all this was gran , every single cent of it. I finally decided ba makhe ndiye kuyo le ndoda ndiyixelele kanye kanye uba ndicinga ntoni ngayo. I walked to his home , ndangena egattin izinja zabe zindikhonkotha ndabe ndingenakwa xesha lazo kakbi . Ndadlula ndaya ehousin. Me : Knock ! Knock. (Akwabikho mpendulo ) Me : Knock , knock (Again no responce , ndatshova ucango kemna) Ndangena ndalaqaza apha endlin ,kucaca ba kugqityotyiwa izitya zisephezu kwetafile , kodwa ismanga andiboni mntu . Ndiphume ndiye eflatin fike ndinkqonkqoze kumnyango wokuqala kungabikho mpendulo, ndiye kowesibini . Nyan kuphendulwe ba mandingene. Me : Mholweni Mzo : Aw ntombam madoda , oh ndenzeni ukuze ndizovakatshelwa nguwe wonke . Aw izinyanya zakowethu zizivile izicelo zam. Me : Umthetho lo wakho Mzoxolo ufuna uku subotager umtshato wam . Ufuna undimoshela ubom . Mzo : (ehleka) Aw ndingathi ndiyenzela yonke lo nto na nxinxiza wam . Me : Uyibiza ntoni le nto ofuna uyenza , demanding the Lobola money? Mzo : (ebutshintsha ebusweni) Zezabadala abo Xolelwa azikufuni tuu , sukuhamba uzifaka ezindaweni ungafuneki, suxela impukane. Me : (ndiqhuma ngumsindo ndinyusa nelizwe) yemaan this has everything to do with me, yeyam leLobola uyifunayo .Its mine . And mandikuxelele kwango ukuba. AWUZOFUMANA ne 10c kuyo Mzoxolo. Mzo : (esondela kum , wanditshovela edongeni, wabamba izandla zam zancamathela edongeni kwangathi ngumntu lo ozondi phuza watsho wathi ehlebeza) Andingo Mzoxolo kuwe Xolelwa, okwesibini sukulinge undinyusele ilizwi. Otherwise uzolimala . (Wandiyeka, xaehlisa izandla zam wandibamba amabele, wawqinisa ) Ndiyabona ba uyakhula. Ndama in fear and in confusion , ndingayazi eyona afuna uyenza , ndandicinga ba noba urhalela undidlwengula bethu . Suke olo loyiko lwathi pam lasuka entloko kum kwavuka khona isibindi enam ndandingasazi uba sivelaphy. Me : You do not scare me one bit . UMzoxolo lo yena unguye . Awungotata kaloku wena usis sperm donor . Being a dad comes with responsibilities , ezo wena wazibalekayo , so sukuma phamb kwam undixelela ba mandingakubizi Mzoxolo ke kuba uyoze uyofa unguye . Futh dont you ever ever touch amabele am again . Umzimba wam ubanjwa ngu Lunga , KUPHELA . Mzo : (eyihleka ) I can touch every part of your body I wanna touch for as long as I wanna touch it . Suzibhanxa. (Ixhala is kicking in a bit kengoku kum , kuba if hed try anything akhonto endinoyenza yokumnqanda,I took a step backward towards the door , ndamvula xandithy uthixiwe , caba he looked it ngogama endisondele ebambe izandla zam) Me : Ndicela uphuma. Mzo : No ! Me : Haybo ndifuna uphuma maan. Mzo : Awuyi kwandawo , mna nawe we gonna speend some quality time together today. Me : (ndehla ngodonga ndahlala phansti bhaxa) Ufunantoni kum maan. Mzo : (he came sat next to me apha phansti) Uyayaz ba ndifuna ntoni and you are gonna give it to me. Me : Asoze , ngunotshe lowo. Libala. Mzo : then I guess I have to keep ou here up until you change your mind . Me : Really? Unyoluke lomhlobo that your willing to keep hostage your own flesh and blood becz of some stupid money that you dont even deserve. Dala ndibeva besithy your heartless namhlanje ndizibonele , Yaz noba umama wanyenyansile ngoku wayesithy wawufuna akhuphe isisu , wade wambetha umkhaba kuso emithi . Phof ugqibo msulela ngogawulayo . Tsiii ubolile Mzo : ( wandiqhwaba ngempama ) Thula! Awuyazi le nto uthetha ngayo . Vala lom lonyana wakho . Nxah. Me : (ndichiphiza ) Nangok zange wandithanda , u never wished me any birthday . Awuyaz noba ndaqala nin uhamba , awuyazi ba izinyo lam lokqala laphuma nin , you dont know when I passed my matric . Mzo : I had no choice maan. Me : You always have a choice. Mzo : Umamakho nguye owathi I should stay away from you , wayengafun nondibona . Kwakuthi makagabe nokwayizolo noba sidibana endleleni . Xa ndimbuza ngawe wayesithy umntanakhe akanatata. Me : Do you blame her? Kakade andinatata (nditsho ndilila) Mzo : (ezama undithuthuzela echiphiza okukwakhe) Xolelwa ndiyakuthanda , but youd never believe me . I was forced ba ndingazinto ngawe nje kwaphela . Ewe I made mistakes and your mom made sure ndiyajeziswa ngazo . What I am asking is a chance ba ndibe ngutata kuwe again . A chance to show you ba I love you . Ewe andinanto andisebenzi and Ill prpbably die soon . But ndifuna uthy ndisifa ndibe izinto ndizilungisile ngawe . Ndifuna ukwenzela imbeleko , Intonjane onke amasiko afanelekileyo before umtshato. Me : Ooh so you dont want my Lobola money? Mzo : Hay kaloku Ill get what is due to me kuyo, andiyifuni yonke Me : Your are pathetic . Ndifuna uphuma. Mzo : Do you really wanna leave? Me : Ewe. Mzo : Phuma ,hamba ke (evula umnyango) Me : Enkosi (ndaphuma ndahamba) Chii Thico , yin le ndoda . Ndaqonda kodwa noba ingakhala ngezonyembezi ze crocodile he aint getting a single cent of my Lobola money . Umama angajikajika emangcwabeni kaloku . . .
Posted on: Wed, 08 Oct 2014 09:31:09 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015