REPOST: Hahahahaha !!! “So this weekend khandsele coz - TopicsExpress



          

REPOST: Hahahahaha !!! “So this weekend khandsele coz uBabywam ebeze for iLong Weekend, so wafika ke Friday late, ndamenzela iSupper : Amagwinya neqanda + Ne Drink, then ksasa Saturday : Ndamvusa ngeBreakfast Inbed yeSteam bread namaQanda abilisiweyo. Then emini akatya... Late kwabe kuxovwe uMbhako apha ekhaya, ndamenzela namaqanda aneTomato Sauce. Late ndenza iSupper : Isonka seSteam bread naMaqanda aneBhisto, then SALALA. Sunday : Ndambuza babywam Awulambanga ? Wathi yena Khandmele ngokutya wanxiba wahamba ! Ngoku akazbambi icalls zam:\;( Kanti amatsheri anjani...”
Posted on: Tue, 09 Sep 2014 07:48:02 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015