#SEVENTY_SEVEN ...... FRIDAY MORNING UZama wavuka - TopicsExpress



          

#SEVENTY_SEVEN ...... FRIDAY MORNING UZama wavuka walungiselela uOnikwa naye bagqiba bahlala balinda uLwazi 07:35 Wafika ke uLwazi baya emotweni Lwazi: hello baby Zama: hello sthandwa sam unjani? Lwazi: ndiright sthandwa sam.. I HOPE U READY Zama: Im more than ready baby thank you for everything bendingasoze ndibe kulendawo ndikuyo if it wasnt for you Lwazi: youre welcome my love wena ke make me proud inreturn, go there ubuye nayo.. Uyabuya uMzie no Chido uyabuya sizoba busy kakhulu.. Wena passa le license, finish your studies zokubekela indawo yakho ndikuqashe soze usokole ndikhona Zama: baby ikhawulezile nale date yam wenze njani baby? yazi baby Im So lucky to have you Lwazi: no baby Im blessed to have you, thank you for taking care of my kid and being a good partner to me Zama: I love you Lwazi: I love you more baby Zama: ngoku baby fourth partner yenu uRicky ude wathi ifika nini? Lwazi: nge first week ka March Zama: ohk baby ingaske iphumelele lento ye Lwazi: I think iziphumelela my love Bahamba bayobeka umntwana e creche, bagqitha baya e traffic department.... ......... 14:00 Abantwana baphuma eskolweni Phamela: guys ndiyahamba kanene ngomso Amanda: ohhh kanene uhamba notatakho? Akahambi lona yena? (ekhomba ku Andisiwe) Phamela: mbuze ke my friend nanku Andisiwe: hayi andihambi mna ndizoba pha kwa10 no Sbu Amanda: haybo Asanda: kanene wawungekho Amish usisters sana uthi ufuna i virginity ka gay gay lo uyi peto yakhe ke phofu Amanda: yhuuuu uyicinge njani into enjalo yilibale sana leyo ixelilanga unless uzithembile Andisiwe: nayithatha serious nha? Ndandidlala haybo tshin ipeto yam ndiyenze lonto Amanda: tshini besendithe nqa Andisiwe: hee akudlalwa nani na mntaka tata? Phamela: khange uthi uyadlala kaloku mntase Andisiwe: noba ndalibala kaloku ....... Lorna: yhoo bendidikiwe ingathi ayisapheli le veki Sbu: uyaxoka ungxamele labhotile ndandikuxelele ngayo Lorna: uphambene tshin Sbu: hahaha oh my pero maan, ohh uAndy uzosi joina naye ngomso Lorna: andimthembi tu ndlela le athule ngayo ingathi ufihle ubumenemene, uyathandeka kodwa shame usisiza inoba uzizinja zesisikolo zivuza izincwe sisincwaso Sbu: yazi oko zava ukuba andikho straight zange ziphinde zize kum ndandingonwabi mntakabawo zi numbers ngapha na ngapha ngoku sebendonyanya andithanga nqa mabayo kunya Lorna: hahaha mabayonya my friend sizoya kwabafo ngomso nhe? Sbu: and if uAndy akafuni? Lorna: uzoshiyeka alale kaloku akhonto iwrongo soze kaloku asiqedele injabulo xa engafuni ukuhamba yeyakhe leyo Sbu: ja unyanisile my friend, namhlanje ndizokhe ndihlale nababantu baphambeneyo balandlu kukho la ta Zet uthi kutheni ndingalali nawe nha? Lorna: uyakwazi ulimele phofu? yhuuu andinoyivuma kwamna leyo Sbu: mxm yafana nje naye kengoku ebububhanxa ubuthethayo Lorna: xolo Peto ....... ring ring, ring ring, ring ring Lwazi: ola Mzie Mzie: ola nja yam ugrand? Lwazi: ndi shup mfethu ushup wena? Mzie: ngi grand mfethi ngithi mangikuthinte nja yam to let you know that Im coming ubaba wami akanankinga Lwazi: bendimincile, no Chido uyabuya, buya boy buya Mzie: ngiyabuya nja yam ungibekele umuntu lapho Lwazi: uphambene ndizomthathaphi Mzie: hahaha comeon man, ufuna ngi boreke mina, wena u safe Lwazi: uyamoyika uChido? Mzie: angimazi nje lowo muntu mina Lwazi: uzombona she is very sweety, very beautiful li lady eli down to earth Mzie: sound interesting ngizobona,..... what are doing man? Lwazi: celebrating Mzie: what? Lwazi: yazi u baby ndimfunela i date akandiphoxa, so today ebeyo test wabuya nayo, sizoyothatha umntwana ngo6 okwangoku sizipholele Mzie: sho boy Lwazi: see you man He hang up............. NU10 18:50 ......... Sbu: nihleli ngantoni apha? Zamile: ngempundu kwedini awusiboni? Sbu: ohh u ta Zet kanene bendiyazi ozokutsho nje Zamile: akho nalonto na mfowam? Sbu: enjani ke? Zamile: ndinxaniwe maan Sbu: ndikuphathele amanzi? Zamile: uphambe na kwedini ndinganxanelwa amanzi ngolwesihlanu? Sbu:liyandichaza shame olunxano lwakho Zamile: zokufumana kwekwe vha Watsho ephuma eyozithengela ii beer Sbu: makazi uske athini u ta Zet? Nokwanda: uthanda kakhulu utywala lowa akafuni ukungaseli nge weekend so imali yakhe incinci. So unengcwangu Sbu: shame leya ikum ibhotile ke izotyiwa ngomso uzoba strong .......... Lahamba ixesha, kwa Paul sesezolo yabe intombi ka Paul ingqondo iyibeke kuSbu seyengxamele ukuba kuse izohamba 21:00 Ring ring ring ring Amanda: hello Sakhi: hello baby nenzani? Amanda: ulele u boy, nam ndizolala uzovuka kungekudala Sakhi: ngomso siya kwa1 nhe? Amanda: ingathi no Asa uyahamba uPam ke yena uzobe engekho Sakhi: zoza ndizonithatha ke vha ngomso Amanda: ohk baby Sakhi: lalani ke ndiyanithanda vha Amanda: we love you too daddy goodnight .............. #Saturday, yafika lemini..... ......... Too be continued.....
Posted on: Wed, 20 Aug 2014 19:49:42 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015