This Morning Ndisiya eCaweni umama ne sister yam bandishiyile kuba - TopicsExpress



          

This Morning Ndisiya eCaweni umama ne sister yam bandishiyile kuba ndiye ndavuka late and then Mom gave me R20 oba ndiyoHiker ndiye eBhisho eCaweni. Me: Haybo mama ndiyoyika uHiker mna Mom: Oh Cwenga stop being so melodramatic!! Me: Yoh Mama, hayisuka kodwa Mom: Stop whining uhambe uyohiker uyandilibazisa mna ngoku, bye ndizakubona ecaweni mntanam. Me: Yoh :( Okay ke. Bye. *** Ndiya Hiker imoto ngoku*** Me: Bendicel ubuza oba leMoto iya eBhisho na? Him: Ewe ngena emotweni ***Kuyanetha ke phandle and inside this car there are 5 men and I was only a boy among them*** Him: uya ecaweni Me: Ewe. *ejonge ephonini* Him: ndijonge xandithetha nawe Me: Oh sorry *** Ndibatale imali yokwela: ukuya ebhisho yi R8 so my change fanela oba yi R12*** Him: Kutheni ubhatala ngemali edibeneyo? Me: Ndinaleyo kalok, okhanye singayi tshintsha eShell egarage iChange Him: oh mna ndincame elam ixesha ndiyotshintshela umntana. Hayi uphambene kwedini Me: so ucebisa oba sithini kengok? Him: Oba undinike leR20 yonke Me: hayi unxilile vha hayi uyanya tata ndini! Him: Jonga kwedini sundiqhela kakbi yevha ndizaku zeka unye apha kuleMoto yevha Me: *Ndiyoyika ndabheka bheka emotweni* bhuti ndicela undinike ichange yam ndihlike emotweni yakho nd ngoku uyandilibazisa. Him: awuzofumana mali apha *Ndifike eBhisho ndingayifumenga ichange yam* Me: Awuzondinika utsho ne? Him: ewe voetseka kwedini kulemoto Me: Ndiphume I captured his number plate then ndabaleka Omnye ubhuti pha emotweni: Tshini lentwana ifota inumber plate yethu. Inoba iya emopoliseni This car followed me Him: Ina nantsi mali yakho Me: Hayi voetsek ndiyeke Him: ubaleka uyaphi? Me: Ndijongeka ingathi ndiyaphi kuwe? Tch ngayeke undibhuza ikaka apha Him: Thatha mani imali Me: Andiyifun yithathe yeyakho. Ndikuphile Wahlika omnye ubhuti. Wathetha nam ezithobile. Waxolisa and Gave me R200 for lento yenzekileyo. Me: Sorry bhuti Im not for sale take your money undiyeke Him: Yoh ndicela ungayi emapoliseni ke Me: Ndithe ndiyeke!! Him: Wanditsala wafaka iR200 in my pocket Me: Ndayithatha Him: so awuzoha emopoliseni Me: Ha.a andizoya Him: Evuya and huged me Me: Hayi voetsek sundihuger tch *ecaphuka* Him: uxolo ingxak ndiyavuya Me: hamba ke bokwhela imoto ngoku Him: Okay lonto unenqondo kwedini. Youre so clever uyayazi lonto? Me: Funake ndiye eCaweni ndiyeke *Ndamshiya* Guess oba ndiphi ngoku? Ndikwa Spur ndisatya lemali. Oh Thank You Lord but ke andiphindi ndiHiker moto mna shame. Oh shame eziz aram zoyika amaPolisa LOL :v :v :v
Posted on: Sun, 28 Sep 2014 13:25:50 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015