Waqhuba ke *uNdikhoyo wathi: "Ngenene ndiyibonile imbandezelo - TopicsExpress



          

Waqhuba ke *uNdikhoyo wathi: "Ngenene ndiyibonile imbandezelo yabantu bam eJiputa. Ndisivile nesimbonono sabo ngenxa yâbo babatshutshisayo. Ewe, ndiyayiqonda intlungu yabo;(Exodus 3:7) Kuyamangaza ukuthi amawaka abantu baseMzantsi Afrika basakholelwa kwivangeli elishunyayelwa UMboro, futhi belandela kumgama noba egxekwa, emonelwa abafundisi abangafuni ukwamkela into yokuthi uThixo uvuse umprofethi onothando nentliziyo entle. Zifumanele ikopi yakho ye Daily Sun namhlanje, uqhale kupage 8. Ndivile, njengokuba uThixo evuse uMoses emandulo, uThixo uvuse UMboro ukusombulula ingxaki zangoku. Ndisangqina ndithi andinguye uThixo okanye uYesu, andinguye umphilisi kodwa ndigcotyiwe nguThixo ukuzisa imimangaliso, ukuphila,ukukhululwa kwelixesha siphila kulo. Ndiyakwamkela Mr.Nkunzi Ngubane ngecawe kanye nabasebenzi base daily sun ukuzongqina uthando luka Thixo e 57 black reef road junction hill ext7 wadeville Germiston (at the entrance of Katlehong) Zibandakanye nathi nge 28th invuselelo yomama ubusuku bonke ecaweni e 57 blackreef road junction hill ext 7 wadeville Germiston. Ixesha 18h00 till 06h00.
Posted on: Fri, 21 Jun 2013 12:05:21 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015