Weve heard many people preaching the word and some of us preach - TopicsExpress



          

Weve heard many people preaching the word and some of us preach the word but now its time for us to start applying the word in our own lives. You better start applying the word in your own life or else youll be a ladder enyusa abantu baye phezulu but yona ayinyuki ime ndaweni eyodwa, abaya phezulu banyuka ngayo abaya ezantsi behla ngayo - mandithi wena abawayo #backsliding# bawela kuyo okanye bawa ngayo. Yemfondin wake up #Senditshilo# Inkinga yethu nje sijahe ukusetshenziswa kodwa asikufuni ukusetshenzwa nguThixo, okanye mandithi wena siyakufuna ukumazi uThixo kodwa asifuni kuhlala naye, yhooo ndizoyibeka kanjan na lento - mandithi wena ngeke umazi ungahlali naye, futhi ngeke uthi uhleli naye kusekhona izinto ohleli nazo #Kutsho_mna# If uthi ull apply the way the word in your life ndicela uqale ngalaverse ethi olungileyo uzophila ngokukholwa hayi ngomnikelo okanye ebhulayo #Senditshilo#.
Posted on: Thu, 10 Jul 2014 08:44:30 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015