Diary of ubomi basemtshatweni Posts - TopicsExpress



          

Posts by Diary of ubomi basemtshatweni



#Insert119 Ndahamba ndingaziva mnandi ndinesinqe but
#Insert119 Ndahamba ndingaziva mnandi ndinesinqe but ndazixelela ukuba ndiyahamba. apha endleleni oko ndandibetha ngonyawo lonwabo kunzima nokuqhub a...
#Insert116 Ndamjonga ndicaphuka but ndazibamba ndaqonda
#Insert116 Ndamjonga ndicaphuka but ndazibamba ndaqonda andizombuza noba uvelaphi. Khaya : Yoh awulali baby, usahleli elixesha. Andidinwe ndonqena no...
#Insert104 Wahamamba u Khaya ndasheka no Maso. Ndake ndacinga
#Insert104 Wahamamba u Khaya ndasheka no Maso. Ndake ndacinga uba lemibizo mininzi bendiyibuzwa ngu Khaya ebeyibuziswa yintoni, ndathi ndisaqala ukuc...
#Insert101 Ndathi ndiqala ukuzigquma wabe endityhila. Mna :
#Insert101 Ndathi ndiqala ukuzigquma wabe endityhila. Mna : ha.a marn, ndicela ulala torho. Khaya : Ngubani lo ubuthetha naye? Mna : Yi friend yam. K...
#Insert86 Ndafika ndamisa i moto sendidikwe nangulo Ikho
#Insert86 Ndafika ndamisa i moto sendidikwe nangulo Ikho nakakade. Yonela : Maso naku tata, Ndiyakwazi uzondiphoxa, uzuke undidanise. Mna : Ndizakuph...
#Insert83 Lomzuzu ndisalibele kumthi phuhlu ngamehlo
#Insert83 Lomzuzu ndisalibele kumthi phuhlu ngamehlo ndingathethiyo, wabe ekhuba izinto zam ezifaka kule moto yakhe then wafaka ezakhe kweyam, wakhup...
#Insert81 Ndalala ndilelo ntshontso lithe nca ku Khaya.
#Insert81 Ndalala ndilelo ntshontso lithe nca ku Khaya. Ndothuka phakabo 01:00 wabe esarhona yena ndake ndamjonga ndase ndazibuza uba inoba yinyani l...
#Insert74 Xandijonga umama wabe eserious u Yonela yena ejonge
#Insert74 Xandijonga umama wabe eserious u Yonela yena ejonge phantsi ekhala qha. Siphokazi : Haybo makazi umntana. Mama : Hamba Yonela kwam. Mna : h...
#Insert73 Mna : ezenu zime ngamadonga njembe nisalibele
#Insert73 Mna : ezenu zime ngamadonga njembe nisalibele kusinekela indaba zabantu, lonto nixakekile. Ndatsho ndihamba ndabe ndingenawo nomdla wobe nd...

Trending Topics



JOIN SINI NANTI MALAM WEB & PATCH NYA MULAI DI SHARE DAN SIAP

© 2015