Siphantsi kwesivumelwano Posts - TopicsExpress



          

Posts by Siphantsi kwesivumelwano



Insert 108 Umhlaba mncinci nyhani shame,whoever came up with
Insert 108 Umhlaba mncinci nyhani shame,whoever came up with this Unyawo alunampumlo was so right and clever..Eshee ndandise ndasineka mntwanenkosi....
Insert 89 Ukuba ufuna ukumelwa yintliziyo yiza kwa Maya uzova
Insert 89 Ukuba ufuna ukumelwa yintliziyo yiza kwa Maya uzova izishiqi zakhona.Tyhini Bawo hayi zange ndaxakwa,but ke I was also relieved bethuna xa ...
Insert 88 Banoze bathiweni ngubani oo Nizibone abasileyo
Insert 88 Banoze bathiweni ngubani oo Nizibone abasileyo bethuna..hahaa hayi kodwa ibingaqheleki maan lento ndigqiba kuyithetha. Me : Uhamba xesha n...
Insert 71 Yayingebuhlungu intliziyo yam yinto
Insert 71 Yayingebuhlungu intliziyo yam yinto ndizawuyenza,ndandingekayazi noba ndizawuyenza nini. Ndikhe ndahlala iintsuku ndingekaphumi nanto,ngoku...
Insert 68 Ngenye imini kushushu maan kakhulu sikuloo Lwazi
Insert 68 Ngenye imini kushushu maan kakhulu sikuloo Lwazi noPhiko&their cousin sisters.Bathanda ukuhlala bonke ke bona,akuthunywana manzi apha kuyas...
Insert 63 Khange abe saqhubeka nanto ke umfana lo emva kokuba
Insert 63 Khange abe saqhubeka nanto ke umfana lo emva kokuba exelelwe ukuba sizii sisters zika Sibulele.Hey ukuba sizisisters zakhe for the why anda...
Insert 55 Yayindivisa kabuhlungu ke le into,kwakungathi
Insert 55 Yayindivisa kabuhlungu ke le into,kwakungathi ndiyaqala ukwehlelwa yinto eqaqambisa intliziyo.Yayindiphambanisa ke yona eyokucinga nje ukub...
Insert 54 Laxhuma uvalo ndaluva lujika emqaleni,emva koko
Insert 54 Laxhuma uvalo ndaluva lujika emqaleni,emva koko laxhesha ngokubetha igubu lingandiniki chance yakuphefumla.I had to literally calm myself,...
Insert 31 Kwakusemva kwe two months kususela ngeliya xesha
Insert 31 Kwakusemva kwe two months kususela ngeliya xesha sasiyobona umama no si Namso.She came out of the hospital and she was fine.Si Namso to...

Trending Topics




© 2015