tuesday sivuke sivuswa ngokusweka kuka Marhadebe mon ebefika - TopicsExpress



          

tuesday sivuke sivuswa ngokusweka kuka Marhadebe mon ebefika esuka emngcwabeni kokwabo Mount-elif monday around 8pm wafikelwa kukufa udutyulwe ,eish life Kalipa Nomawabo, Siyabonga,Ayanda ningalili niqalekise lihambile igorha ,Life its not abt us , Life its abt God ,kubuhlungu kona but yiyekeni ilale ngoxolo intombi ,ndicinga 2003 ubomi babungendiyolele eCPT kodwa ngenxa yokuba ngumzali kukaMarhadebe wema lomama phoff akazi kwamzali wam kodwa wema , waxolela nayipi wangumzali kum ,ngoba ke uti xa ungena bani kwelilizwe ube yintoni yokudlala kodwa bakona bona aba abazali abangabazali Enkosi bhungane Enkosi ,*crying*
Posted on: Thu, 29 Aug 2013 06:56:48 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015