Mholwen kwakhona, fıhla admn plz. Ndınguloo cc wee loans - TopicsExpress



          

Mholwen kwakhona, fıhla admn plz. Ndınguloo cc wee loans zomyenı, onke lamatyala uwenze sısahlala kunye, ndıkhe ndazama ngexesha sısekunye ndafounela kwa Absa ndabanıkeza ınkcukhacha zakhe kuba ndandıfuna benze somethıng ngalento baye bathı kum abanalo ılungelı lokuzıthathela emalını yakhe ngaphange kwemvume yakhe, ndatsho ndaphelelwa ngamandla ngoku ndıcela ındcebıso ndıngenza njanı ukuze ndıbe ndıyazıkhupha kuyo yonke lento ndıkuyo. Kwa bathı ayındıchaphazelı mandıphole,Isızatu salombuzo wamatyala emtshatwenı, ndıkhe ndeva kulankqubo kamama uKrweqane, kukho umama oswelekelwe ngumyenı eshıya amatyala phofu wayeyıfakıle ıreport yokuba ugulelwa ngumyenı wade wabe uyasweleka ngoku loomama uthınjelwe and kusafuneka awabhatale loomatyala enzıwa ngumyenı wakhe uhamba ezınkundlenı zamatyala yıyo ke lento ındenza ndıngonwabı.
Posted on: Sat, 09 Nov 2013 18:10:29 +0000

Trending Topics



r>
If it all went away tomorrow... Would there be anything worthy of
As I sit here in the nursery, finishing up the last bits and
My 20 Bedtime Problems post is doing so well, Ive got some
Adjustable Stabilization Bar Hardware Finish: Brite Silver
Obama May Get Hawaii Beach Named For Him - HONOLULU (AP) -- Two

Recently Viewed Topics




© 2015