#27 Ngu Nurse ban nalowo mem?v Mem :Luyenge mntanam,hay - TopicsExpress



          

#27 Ngu Nurse ban nalowo mem?v Mem :Luyenge mntanam,hay ndiqondile uphazamile sisi Me :uzoyotsho phamb kwejudge ke uba uphazame (ndogqiba ndadopa ifoun haybo sekthen ndavele ndaskupa ngk pof andikalalwa ndimither? Use kakhulu lo Luyenge) Ndabaxelela ooDabs uba uthin umaka Piko wayengathukiseli mntakabawo udabs ekhala ngeqabakazi elinesdanga elingasoze libento. Hahah,waye wanyuka. Late umaka Xolan noodabs bahamba nabo bkz bebezoya emsebenzin nd eskolwen ngomso. Salala ke nathi ndingakhange ndipinde ndimfounele uX,andizikhumbuli koba ndebiwa bubuthongo nini ingxak yam ....uLethu wayelele nomama kodwa uqhele ulala nam but nalonto akhange indikhathaze Eksen savuka njengesqhelo notata sahamba,wandibeka egatin wajika. Ichommy yam bendingaybon so I decided to call her Me :where r yu chommy? Her :am passing by Steers my f,dnt panic ok?! Me :sure ukhawuleze,I hung up ndathi chu uyongena ngaphakathi Abantwana beskolo will always be abantwana beskolo,they were looking at me as if I did something unpleasant like I killed someone.Bekuko igroup yabanye abafana ebebekwa grade 12 so caba bandibonile uba ndiyalokoza nd one boy frm them weza kum Boy :hi unjani? Me :gud(ndacofa ifoun) Him :ndingu Zuko ndifunda u10,ndivile ngalento ekwenzekele izolo am sorry (ngok athethayo bendijonge yena lo ubuhlana obu) Me :Aviwe grade 10,kuthwa kwenzeken kum? Him :no maan it doesnt matter what matters is that you r ok ryt? Me :maybe (wathula nam ndathula) Him :kuyatshisa. Kodwa unxibe ijersy (ahleke) Me. Zuko ufunan ecakwam?undinaken kona? Ndive ngegeza lechom yam selihleka libonakala ba kudala lismamele ...izimbo kulomntwana wase Loxion mxm Pumla :hahhah haybo chomy why r yu snapping at him?what did he say bkz yu r so not beautiful when yu angry (wapinda wahleka) Me :thanx goodness yu r here,he was starting to bare me (we hugged then sahamba or should I say ndahamba? Yes ndahamba xandipukuza akasahlek uPumla noZuko ndavele ndakhweleta ba for nton andaz) Enyinto embi ke ngokuhamba nomzali ungasiwa eskolwen nango 6 ngoba xa ehamba uyakubiza ba hamban. Ibiske yangat izobandana lemini kum so I decide to call ubaby,ndime phamb kwe admin block emthunzin It rang rang ranga nd rang waybamba sendincama Him :honey wam Me :ow baby,yu sound much better today (ndiyarolla ke in case nicimba ndiyteta isiSbangwen le english yam) Him :yeah baby thanks to you for giving me hope,besendinikezele but when I heard yu were hospitalized just for me ndivele ndabona (wafixiza ngat uyalila nd his voice changed wayebhesa ngoku ngat ufunulila) uba mandiqine sthandwa sam Kwathetha umntu eback uvele abenje ke uNana qho xa ekufounela abe ekulilisa,kausapa (kwavakala ba iyathathwa kuye) I must say that intliziyo yam bikhathazekile,yini kalok umntu wam walila Voice :wena Nana hlukana nolilisa umntase maan,okanye ufuna angabisaphila kwesisibhedlele? Me :kxolo sisi,andimenzanganto kodwa qha ndiyavuya uba eryt Her :ndingu makaz wakhe kemna,oko izolo ekhala ngoba wena usesbhedlele,uryt kodwa? Me :ewe ma ndiryt Her :ok,uzukumfounele ngo 11 akako right ngk uyalila Me :makazi noba ndimkhathazile okanye udikiwe kuba ndingazanga kuye? Her :hay nono akakhathazwanga yilonto,uyayaz useskolwen qha uyazi blama ngolala kwako esbhedlele uba akakwazanga kukukhusela,kona uzobaryt ungabinexhala Me :ndcela umbeke endleben oku koba ndithethe okokgqibela (Yakhala intsimbi) Me :baby you didnt fail me in any way,I love you and plz stop crying,ndisayeclassin ngk ndzokfounela nge break Him (sniffing) :thanks honey,bye. Ow andithandi kodwa ngontlokwana wam ngoku xa ezokhala ...umnganam ke ebesendishiyile ehambe noZuko mxm. Eclassin oko endimele ngo Zuko omhle nonecrush kuye nd shame for once bendingarhaleli ndoda intsha You knw xa umntu ekuthanda ekubonakalisela kuye kubelula uba umlinde noba upi,idistance yi excuse nje yokufeba xa uzaz uyathandwa,mna ke I was so willing nd ready to wait for my Xman. Zaqhuba iiclass kakuhle sade sayophuma so saqala sazilungisa ke ndakama iinwele zam ndazbopha Ndilibele ubalisa uba sendiyntomb ye relaxer ngoku and zikulile shame ngoba sezitswebeka lontwana incinci qha ke ebekwaz undibopha uPumla ndibemhle,niyazaz ke ezakhe bezinde kanjan. Siphume eclassin abanye sebephume nange gate,sithe xa singase Kcc egatin kwabe kume abanye abantwana balapa eskolwen namantombazana amabini ase KCC Sidlule angathethi kwale xasikula passage inyuka iye eCalaway,sava ngezithuko zisiza qha ndazulisa ndancokola Pumla :khame Av seems like these bit*hz r talking to us Me :haywethu bayeke Her :hay I always wanted this day to come,kendikhande 1 pha eskolwen banedrama Yey ngoku sihambayo ziyavaka izingqi zabantu abaza emven kwethu abakhawulezayo,bafike nyan bandikwaze Gel frm KCC :Aviwe,yimapo hure ndini Me :kauleza ke nontsindiso wena ungahuriyo Bafike ke nyan ebonakala unolaka yilento ayazi yedwa Her :uZuko ngowam ke sisi kanti ubukhupa isisu nje ubufuna uthatha indoda yam? Pumla :unye right there gogo,ucimba uAviwe ukhupe isisu angaba this strong namhlanje?suzosqampuzela apa (watsho endibamba ngesandla) masambe friend Nyan sahamba hayke ukusilandela ngezithuko ngat bayakikizela uyeva? Qha sabesizithele chuu ukuya ngase rankin yaseNtlaza,xasingakweza containers zingapa kwee bus kuphekwa kuzo ndava ngento ebuhlungu apa entanyeni,xandizama uphukuza yoh yahlala impama ebuswen Ndikhandwa yilentombi yase KCC ke,pof iyakhupa into ngomlomo.Ndabona uba ukuzithambisa akuzunceda nam ndazxhuthela ndaykhaba ngedolo eslevin yawa ndakhwela kuyo ndayxhifa,yangena eyaseskolwen yemama abandibhuqa uyeva? UPumla andisambon kwayena abantu erankin basijongile ooscaba bayakhuzela kukhala mshayee mshayee Wazothi gqi uPumla sephatshile wafika ndinjan kona ubamdaka wangena kulo wase skolwen wamxifa wayowa lona hayke sebesthuka kengk ababin Frm Kcc :rha nizenza amacoconut apa nithetha I english kanti nidla amadodethu Pumla :ndizokwenza sure uyasihlonipa ke qabakaz lase Ngqeleni,ndingowase Ngangelizwe kay 1 mna Wazphutha phuta akatholanto,wangqala ngakulandlu eytarven wapuma nephanga ebaleka pof asisalwi naba siyathukana nam ndiyathukisa andiphatshe maan Wafika wonda ngalo wase skolwen walibeka entloko wopha into zangoku,wavuka lo wazama ubaleka ndamqakula ndamngquba wabe sefika uPumla emkwenza ngalo apa ebuswen kwangona kunqandwayo erankin safunubethwa ngumntu wetaxi asabaleka tu sachola oobhaka bethu saya ngakula salon engakwa boxer yamagweja sayocela uzicleana pa Sasingahlekwa ke esalon nawaz amantomb apa,sathi siphuma sihamba kwathi gqi lamantombi ase kcc amabin nd la aseskolwen amabin ehambela phezulu bafika pamb kwethu bema bekhokhelwe ngu Zuko,pof omnye lo uyopha kakulu lowase skolwen Zuko :Aviwe nimbethelen umntasekhaya? Me :umbuzile yena uba ubethelwen? Him :ewe qha nizindlavini mos,nide ndimbethe ngephanga pof Pumla :kome chomy(watsho endipusha) unengxak Zuko?ufunubalwela? Me :chomy masambe uyeke lo anxibipanty ebomvu angu Zuko Lo waseskolwen :ndzokmangalela uny* wena Pumla,uzoqabuka Me :do that nd go to the hospital (sabashiya bemile) Sayongena eKFC as usual sizincokolela nje nd apparently ubejola ke umnganam lo negintsa xa esitsho qha esit ngelase Khwezi lona so thats why ehlala eloaded ke. Sancokola kwabetha u5 nyan wafika lomfana wakhe heee yebethuna akemhle ungabalekela kuye Waza kuthi wasbulisa nd kissed his gf Pumla :yho babes awakawuleza ufika,ndcela sikhape ichomam siyse eSbangwen Guy :uhm unguban kanene? Pumla :yho sorry babes,this is Aviwe my 1 nd only friend nd Av this is my bf Onele Him :nice meeting yu Aviwe,umhle futhi Pumla :I hope yu r nt flirting but jus complementing Me :ow chill chommy,thanx Onele nd nice meeting you too Sahamba ke sayongena emotwen sahamba ndikwele ngasemva kemna bona bobabin bengaphambili,xa sifika estopin ndacela bandibeke khona enzele abantu bangayjumpi kungathwa ngeyam kalok lemoto,xa ndipuma nje ndahamba kancinci haybo nanga lamantombi ase KCC caba ahlala kwalapa eSbangwen Ndatshintsha indlela andilandela yho ndabaleka isixhosa,yhin ndawubola kalok yinduku mntakabawo ndithe ndisabaleka ndabona uMphathi esehla etaxin ndagqala kuye Me :yey ndiyaleqwa apa nantsika khawundilwele Him :ey awunantlon kodwa,ndino Nokuzola wam maan wena ndiyeke Me :sorry,ndizobethwa ndicela undincede kulawa mantombazana Afika kuthi khehle nd awangowalapa esbangwen ngawase Moyeni qha azele uzondiqusha yho alate shame ndizongqandelwa ngu Mphati mna,infact I thought so Me :andizulwa nani mna,uba nifuna silwe nizoqala nibeke iifacts apa uba nindibethelan Them :hee ithetha facts lenja,sokbetha uyazi ke namhlanje Me :Mphati (wavele wahamba sana uMphathi ugoduka) Yenina ndalwa apo ndabethwa pofu bendibetha nangobhaka entloko fo uZuko endingamaziyo pofu kwazonceda imoto yase spaza eyathi gqi kwazonqanda umama wapha UMphathi guys ligwala lenja nd ndiyamcaphukela,yhin ubethwa kangaka?
Posted on: Thu, 30 Oct 2014 07:02:06 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics



Swa

© 2015