87. What a huge task, besinoxanduva lo xelela u Angel about her - TopicsExpress



          

87. What a huge task, besinoxanduva lo xelela u Angel about her dad of which she knows for a long time that hes actually not her biological father, Xolani: bby Mna: sthandwa sam , Xolani: sizobaxelela nini? Mna: sixelela bani, ntoni bby? Xolani: abantwana about , Luvo. Ndaphumla , Mna: sibaxelela bobabini na bbe? Xolani: ewe bby they both deserve to know, uwuvile umbuzo ka Thando? Mna: yeah neh dats difficult but we don have a choice, but to tell them , Yhoo andiyazanga ukuba kukhona ixesha xa ungumzali okhe woyike ukuba into uzoyithetha kanjani emtaneni wakho yi loo nto ke ebeyisenzeka kuthi ngku , but what I like mosst about my husband he was soo surpotive ngale nyewe. Silungiselele saya emsebenzini baya , eskolweni , and we decided , sizobaxelela xa ku nge weekend wonke umntu engazuya ndawo besele kusele inyanga zivalwe izikolo bahambe baye ku Luvo so bekufuneka , beyazile the real truth before badibane nomntu ozothi ku Angel uyafana no tatakho u Luvo , kuba ke eneneni bebengumcephe ucandiwe. Kudala ndigqibele ukuthetha ngo Nozala, a very special person in my life, besimana sidibana nomama emnxebeni nangona , besele kunethuba ndigqibele ukugoduka, ebesoloko ethetha nam , endixelela ukuba ukhulile u Boy and he is so busy , notata wakhe , bayavana, and akasweli nto kuba utata wakhe and his sisters basoloko besenza sure ukuba uyayifumana into ayifunayo, bendithetha wethu nano Siya always sixelelana uba siyathandana, bendivuya umntwana ka cc ekhulile and he was still calling me mama, We decided ba xa abantwana besiya e holiday(in) sizohamba no tata wabo sibase sibesele sihlala ekhaya for 2 days and then we come back,size emsebenzini , umazala ebechacha kakuhle esibhedlele bendinethemba lokuba she will come back ok , yona I life @ home wasnt that bad its just that ke umzali uhlala efuna ukuthetha nomtanakhe nam I missed her so much , I went to work , and while I was still busy working , I heared that kukhona umntu ondicelayo , xa ndivela to my suprise ibingu Motla , I wonder uzothini , unjalo ke yena u satan indlela le awuzonda ngayo umtshato uyofika esenza amaqhinga wokuba ma uphele noba uphele ngoluphi na uhlobo . Mna: hi Motla; hi bby unjani , Andonyanya, worse ba there are clients Mna: ndiyapila wena ? Yena: ndiyaphila nam , Ndicela ukukbona nge lunch yakho! Mna: yhoo am really busy wethu , nanga loo lunch . Yena: plz Nono just a moment I won take yo whole hour . Mna: ohk my lunch is @ 12 meet you @ drive in , Yena: thankyu soo much Ndasuka ndamshiya I was still deep in thoughts when , I receive another call form my manager that she wants to see me in her office , so I left everything and went there , When ndifika she said congratulations mrs mdodana , you got yourself a new position you are our admin manager , I was soo excited although I knew for sure that the job was mine , I thanked her and her support , and she said, Anytime for a dedicated friend, I know I can count on you thats why am so certin that youll make me proud, Mna: I promise you cc I wont let you down ,,, she gave me my appointment letter and I wen out back to work , bendizoqala nge 1 ukusebenza kule position so for then I was still a teller, Besele kusele only an hour ndiye e lunch(in) yam , so bendicinga nzulu ukuba lo mfana inoba uzothini na kum shame, angade azokwenza ubu serious apha. Xa iphuma I lunch yam , ndithathe I lunch box yam ndafudumeza ukutya, ndaya e drive in xa ndifika nje ndifike sele elindile , he then came to me gave me a hugg , and then show me istulo to sit down . Xa ndisandohlala nje, ndivula ukutya kwam ndizotya, Yena: baby I know ukuba inoba ubuzibuza y ndilapa , the thing is I love you , I just cant forget abut you , and am willing to make you my wife, . Mna: mxxxm inoba uphambene, which part of I love my husband you dont understand??? I loved him and am sori I lead you on , can you plz move on with your life?? Yena: plz Nono , I love you, watsho ephakama esiza kum , heee hai inoba ndiyavelelwa.. Ndaphakama moss nam ndabubhekela and he cam straight to me , xa ndibhekela he knelled down yhooo baqala abantu baphakamisa amehlo... Yhoo ndaya kuye ndamphakamisa , haai maarn monwabisi sukundihlolela, uthe nje ukuba aphakame ndahamba, ndangena e lift(in) ndikhumbule sele ndiyongena emsebenzini uba I left ma lunch box with him emzuzwini he called. Yo lunch box bbe , Mna: yinike u security xa ufika apha e bank , I then dropped the fone , yeha ke ndashiya ndavelelwa. My mind was occupied yilento ka ,motla on the way home when my fone rang , it was my husband. Mna: bby Yena: jonga standwa sam , ungapheki today am taking you out today. Mna: thankx ma love ingathi uyayazi uba am tired today . Yena: I love you ke sthandwa sam take care.. Mna: thandwa ndim Zwetsha wam . Ukufika kwam ekhaya ndifike sele kuhlanjwa abantu kucaca sele bevile ukuba kuyahanjwa everybod was sooo excited, ibi worse indlela umtanam u Angel ebemthanda ngayo u daddy , iske yandenza ndane wori yalento kuzofuneka siyenzile nge weekend, Bekumnandi bethanda ke ukufika bedlala, notata wakhe, amane u daddy emphakamisa eish , bekumandi kule 2 , satya and we were sa hapi , after that we went back home. On the way my husband was so quite and I , sesifika endlwini we went to take a shower together and then to bed. Mna: my love! Yena: sthandwa sam Mna: are you ok? Yena: not really bby Mna: whats wrong.. Yena: what if I relationship yam nomtanam iyaphela bby? Mna: asoze sthandwa sam u Angel loves you and waze wena for the rest of her life, uyakuthanda kakhulu , mhlaumbi uzophazamiseka , but soze ayeke ukukuthanda. I cuddled him , we kissed and. I told him about my new position @ work and he congratulated me and we slept..
Posted on: Mon, 04 Aug 2014 12:33:06 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015