Abaphezulu nabaphantsi kunye nabasemacalen nOminated me to list 30 - TopicsExpress



          

Abaphezulu nabaphantsi kunye nabasemacalen nOminated me to list 30 facts about me :-) .. 1.Cebisa Angelou Ngandi, njengoba nalapha kuFacebook niliboni,Ewe bhabha iselilo nakwi ID yabo? ;-) 2.M a twin got a twin brother hs name z Macebo as iam Cebisa. We were both born nge14 ka April 1997. 3.I love clothes(Swagg,class and vintage) hayi kwedin engqondwen yam kusoloko kuRing(a) impahla qha. 4.I love poems and i also write them. 5.I knOw hOw tO dance braa qha ndintswempu kwi Hip Hop.. Hayi ndiyingOzi kuyo and if awundthembi ndbuze kwabandaziyo okanye undbizele ecaleni ndkushayele. 6.Iam talkative..Damn ndthetha nOn-stOp and ud swear that m drunk nOr ndqhunyiwe kanti hayi uCece upholile njee. 7.Ndyaboniswa.. Eish kakhulu futhi. 8.I love my family especialy i-Falks zam. 9.Ndyathanda ukhala xandikwatile okanye ndonwabile. 10.Ive got the best desk mate ever (Agcobile Bangani) thee Female Chankura :-* 11.Ndyamthanda umntu xandimthanda, yey xandingamfili hayi lhOlhO kubanzima. 12.I love deep,trust tOo much but end up being hurt and disappointed..sad hey! Jha i knOw :-( . 13.Iam dating AbOnile and i love him sO much Braa :-* :-* . 14.Ive got a crazy way of talking *LANGUAGE OF SILENCE* Sssh #Sukhwaza :v . 15.High schOol crew #AMASHAMBULA 1.cebisa 2.Aphelele 3.Linda 4.Peggy .. Syathandana qha sxabana ikaka yento,Ewe banjalo abantu xaberatana sani ;-) . 16.Ive got plenty of friends braa and m ur friend tOo. 17.Ive got jokes (Miss Trevor Noah) Ewe nhanha trust me i knOw hOw tO make people laugh. 18.I hate the word ChOmmie coz nOw its used even thOugh u aint their friend. 19.I dO nOt pretend.. Ukuba andkuthandi, ndyakuJampisela sani. 20.Bathi ndindwebile kodwa mna ndizibOna ukuphapha. 21.I love music kakhulu futhi. 22.Ive got chinese eyes and sOme call me China qha mna andbaseleki. 23.Iam fat and i hate that. 24.I dream big Braa. 25.Middle finger up to all the haters and fake friends. 26.Favourite and dream car _ Bugatti.. YhO ibasiwe lamOto sani . 27.I love making friends. 28.I love travelling. 29.Ndyazithanda izinto_Ewe alok uthanda izinto ayisOsOnO njena ;-) 30.I realy do love my twin brOther (Macebo).. #Uzivile?? (y) ..
Posted on: Thu, 30 Oct 2014 18:19:28 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015