Admin ndicela undogqume ngeDyasi kaJuju.. Ndingumfana ona 28, - TopicsExpress



          

Admin ndicela undogqume ngeDyasi kaJuju.. Ndingumfana ona 28, nditshatile, ingxaki yam yile yoba, inkskz le yam yandiqhathi abt 8months ago, yathi ibheka iCape Town kwinto yomsebenzi, kanti ngalo lonke eloxesha iyazazi ba ibheka endodeni, qha ke ngelishwa emva kwentsuku ezimbini ehambile waye wafumana iAccident, kwalapha eMthatha, ehamba naloo ndoda yakhe, qha ke ngelishwa indoda yasweleka, yena wayolala esibhedlele 4 inyanga ezintathu, wabuya ekhubazekile sele ehamba nge-wheelchair, nalapho zange abuyele kwam, wathatha ngabakowaba, bandifownela nje ba bamthathile, kodwa ngoku mna kwafuneka ndibhatele ii-bills zasesibhedlele.. Of which i did.. Now, ndifumana i-call izolo esuka kwi-family yakhe ba noko ungcono ngoku ndingazomthatha. Ingxaki yam andisamthanda, ngoba eva since ndafumana into yokuba uyandijolela zange ndimxolele, kwaye andikwazi ukumxolele.. NdiRongo ndawoni xa ndibaxelela ba mabamgcine?? Ukuba ibinguwe ubunokwenza njani, iworse ke ngoku seyesiso nesikorokoro... *#Noziqhitsi*#
Posted on: Fri, 13 Sep 2013 22:49:48 +0000

Trending Topics



v>
Life & Wealth Mastery Millions of home business owners are
Over the years, the computer operating system (OS) has become one

Recently Viewed Topics




© 2015