Att: Kule group sifuna sincedisana ukufuna umsebenzi ngelihlobo.. - TopicsExpress



          

Att: Kule group sifuna sincedisana ukufuna umsebenzi ngelihlobo.. Xa uve... or ubone or usazi ukuba endaweni ethile kuyaqashwa uye ubhale apha kwi group wall ukuze nabanye abantu abazi members babone bakwazi u applyer.. Sithi ke xa umntu ethe wanalo post or isithuba asaziyo or asivileyo or asibonileyo or esikho kulendawo asebenza kuyo.. makabhale isithuba eso abhale i details zaso umzekelo i Telephone number, fax number, email address ne Physical Address yalendawo iqashayo or ave ngayo ba iyaqasha. Siyayaz ba ixesha elininzi ezi details azibikho zonke so ukunqanda lomkhuba wezi adverts ziyi fake zisoloko zijikeleza around sithi umntu at least makaphande or enze a bit of research ngepost le ayifakayo especially ezi sizithatha kwi internet kuba kukho lamakweja asixake nge adverts eziyi FAKE.. m sure nikhe nava ngomntana ebeye kwi interview ebone umsebenzi kwezi social netwrk akaphinde abonwe.. So lets doa nit of research nge posts ikakhulu ezi zifumanek akwi internet. Anyone can post as long as ezakwenza ngelihlobo senza ngalo. Lento niyibonayo apha kwi group wall yamagama abantu abathi mabafakwe umntu abhale igama ne surname nendawo ahlala kuyo.. Njengoba sifuna umsebenzi sibane sifaka i CV kwezindawo, xesha elininzi akubuyi mpendulo isininzi sethu asifumani msebenzi. Siye sathi as a group masikhe sibene meeting kwaba base CAPE TOWN... Le meeting sizayibambela e CAPE TOWN kodwa i venue asikayifumani. Si busy sithetha no NYDA sifuna asincedise ngendawo yodibanela I am sure niyibonile i e-mail correspondence between us nosisis ongu Vuyokazi wase NYDA.. bathe if bayenza ngokwabo i age group abayithathayo iphakathi kweminyaka eyi 18-35.. uba bakhona abantu abangaphezulu kufuneka babe bambalwa kungenjalo abakwazi uyenza. Option 2..kukuba basincedise ngendawo yokudibanela bangathathi nxaxheba bona kodwa singakwazi umema umzekelo i CITY OF CAPE TOWN, DEP of LABOUr nezinye i departments.. funeka nje thina sibasendele i email exelayo sayifuna nini indawo nenani labantu abazoya. bathe ke indawo yabo yonela abantu abayi 50. Le list yamagama nibane niyibona ngabantu abafuna ubayi nxalenye yalo meeting sifuna uyibamba. I went o the department of Labour earlier, nakkwa Economic Development bafuna sibasendele i email echaza ngalento then sathetha after befumene lo e-mail. U Economic Development yena uthe I will meet them before sidibane siyile group.. I think Nzulu wil have to come along No Mr Tyeku if possible I hope aba bantu bebengayazi kuyiwa phi ngale list bayayaz now THNX
Posted on: Mon, 13 Oct 2014 14:32:28 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015