Chapter #100 :D :p #Around 12pm Pam was beyond fed up, she - TopicsExpress



          

Chapter #100 :D :p #Around 12pm Pam was beyond fed up, she was irritated usebenza engaziva tu kodwa ebengayibonakalisi lonto she knew better, she couldnt wait another minute being at work, she felt like the walls were closing in on her, she told Sister Shalot she was not feeling well so she was going home early wavuma, she packed her stuff and finished off her paper work then wahamba wagoduka as she was driving home wafumana call from Sam Pam: Hello Sam: Beautiful, unjani? Pam: You sound awfuly happy (irritated) im gud, wena? Sam: Ndiright, kodwa apha ekubetheni kolwimi lwakho uyavakala ukuba udikiwe hayinje kancinci, ngxaki iphi madabane thetha nam Eish lendoda did he have to know her this well, was she that transparent that obvious nah? Pam: Ukubana ubuyiphendule ngethuba message yam ubuzakuyazi Sam: Bendisebenza nje baby kaloku uyazazi ezi closed in meetings xolo bhabha vha Pam: mmh Sam: Ndifowniswa kanye yilonto ke kuba kungona ndiba free, ufuna ukudibana phi for lunch? Pam: Iya endlini, ndiyagoduka ngoku nditshayise early andiziva kakuhle Sam: Ok see you in half ke neh Pam: Sharp Sam: Pam Ndiyakuthanda vha, ndikuthanda ngentliziyo yam yonke, umhle nkosazana, nesidima sakho siyakhanya ntsuku zonke, noba awundiphendulanga Gosh this man knew exactly what to say and when to say it, her heart turned into jelly Pam: Bye Sam (smiles then hangs up) she was playing Hlengiwe Mhlaba- Dwala singing along to each and every verse, she was also having a heart prayer to put her heart at ease, nothing made her relax more than speaking to God, she doesnt know why she stopped in the first place, God was suppose to be the core of her marriage, the one who ruled it and saw to it that it worked, she thanked God for the blessings she had, protection, provision, love, his Mercy and his Grace that carries her through it all, her phone rang as she was busy praying, she ignored it then finished praying, she checked who had called it was Beauty wamfownela back, uyiphendule msinya gqith andiqondi nokuba ibikhe yakhala Beauty: Pam sisi i need you, akekho omnye umntu endimaziyo okufutshane whos like family to me Pam: Uvakala ukhathazekile sisi yintoni? Beauty: Ndicela uze apha kwam, ndizokwazi ukuxelela yonke into Pam: Ok sisi, ndiyeza ngoku Beauty: Enkosi (bayibeka) Pam ebesefikile endlini yakhe so wayokhulula iUniform kuqala, took a shower just to feel fresh wathambisa, wanxiba wathatha fruit ebelambile, waphinda waphuma, xa engena emotweni Sam drove through the gate, Pam akabisangena Pam: Drive out (signaling) Sam khange amve, he rolled down his electric window Sam: going somewhere? Pam: Ewe siya kwa Beauty, she called saying she needs me and she sounded stressed, so masambe Sam: Ndiyaphi mna ezintweni zabafazi? Pam: Sowugezile, uzasose undisa for lonto, andizuba sayiqhuba nale yam imoto, sizohamba ngaleyakho sobabini, ndakwazi wena ungatshintsha indlela Sam: haha ndiChildish lomhlobo neh? Pam: Ewe (wangena motweni wavala ucango) masambe, bekukudala ngoko ebendifownele Sam: Ngoku uhleliswe yinto? Pam: Yhu ndimithi ndineqwakaza, bendisahlisa lona nge shower before ndiye kuye (esitya Banana) awufuni? Sam: Ndivulele kaloku enkosi Pam: I wonder uthi enkosi ntoni ungakhange undicele nje Sam: Wooo umithi nyani, xolo ke ndicela undivulele, so what did you want to talk to me about? Pam: By month end i want to resign from work, ndiqale inyanga yam yesi 9 ndimithi ndihleli phantsi, umntanam ndikwazi ubakhona kuye ade abenonyaka ndibuyele emsebenzini after that, also checked houses kuProperty 24 khona indlu endiyibonileyo eQonce eDaleview its just as big as leyethu, you going to have to revamp it ofcause to make it as beautiful and comforting as our house, we moving to King month end me and the kids, Banele and Khazimla will get to be with us 24/7 and i can visit mom whenever i want, i also called an estate agent to sell off our house, weve already put an Ad on the internet and we have 3 biders already (watsho eluma Apple ejonge endexe) Sam: Isigqibo esingaka uwedwa Pamela? Basicaly you are telling me whats going to happen, you are not discussing it with me and how can you sell our house? Pam: I need the money to buy the one in King and we wont be using it mos, unless you going to stay in it all by yourself Sam: Rent it out Pamela as one of your properties, that house costs a fortune Pam: I.. Sam: You taking down that Ad period, akhondlu yethu izakuthengiswa apha, sowuthethile nabantwana usenza drastic decisions nje? Pam: Andizuthandisa kubo, ndidikiwe yilandlu Sam, inkulu and its lonely and full of bad luck oko safika pha sihlelwa zizinto and look at us now sohlukene, umtshato wethu usemgqomeni, kuqale uKate, kwasweleka Cjay, yangu Nomsa nalomntana wakhe, and the ghost pregnancy Sam: Uthetha ukuthini ghost pregnancy? Pam: Bendithe kuwe mfownele nje, uyenzile lonto? Sam shook his head Pam: Hayike uyakholisa (wathula wajonga kude) Sam: Akamithanga? Pam: Mfownele umbuze tshini, benilala nobabini ndingekho :/ Ouch! :/
Posted on: Sat, 25 Oct 2014 05:12:41 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015