Chapter 27 Nceba:::Zinzi kwenzekani mfondini......ebehlinile - TopicsExpress



          

Chapter 27 Nceba:::Zinzi kwenzekani mfondini......ebehlinile nje engathandeki nalapha ebusweni..... Zinzi:::kwenzekani ngantoni baby...kona utheni wayeka sisenza kamnandi... Nceba:::suzenza isidenge maan Zinzi ndiyabuza wena noBathandwa kwenzekani Zinzi,,,ungakulinge uxoke this time coz zipenti phantsi,,yibed ayondlulwanga,,,ziunderwares zikabhuti wakho ebathroom abe engazange wahlambela apha ngenye imini,,,heee!! Zinzi ndiyabuza esitting room ibinini nijongene strange,,you know what Zinzi andazi uba ndicinge ntoni ngoku ngoba sibakwenza lee ubhuda ngoBathandwa ndazama Zinzi ukukuUnderstander kodwa it pains me the most uba ubhude ngaye nasebedin...are you sleeping with your brother Zinzi??.... UZinzi uvele wahlala ngeempundu wanyusa impumlo....wathi leyo oyicingayo yiyo....uNceba ebangathi akamva kakuhle....wasondela kuye ebesoyikeka uNceba ngumsindo....uthe akumjonga uZinzi wabona uba ayikho enye indlela enokumlamlela ngoba ebeqala ukubona uNceba enje and uvele wacinga indlela uBathandwa wayedla ngombetha ngayo....waqonda ke uba inyembezi zezona ezasoloko ziwinner....uye wakhawuleza ngoko nangoko amehlo akhe agcwala inyembezi...wamjonga uNceba yabuhlungu intliziyo yakhe...enye into ibimenza buhlungu yilento yoba ibingenzi sense maan lento ebeyicingela uZinzi..... Nceba:::am sorry baby ndiyaxolisa...uZinzi ebengathi akamva kakuhle naye....wathula... Nceba:::uxolo love its just that....eish andazi maan plz forgive me....haaaaa!!!kanti uzimoshele uye wamnika iimpiko uZinzi nehlathi lokucatsha now ebengasoze ayithole tue inyani namhlanje.... Zinzi:::am so disappointed in you Nceba how could you accuse me of sleeping with my own brother....you should be ashamed of your self maan nxaaa.... Nceba:::andazi Zinzi love plz find it in your heart to forgive me plz..ingxaki ndisuke ndafika kungaqhelekanga apha endlini ndicela uxolo Madlamini wam I overreacted ndixolisa ngokungazenzisiyo.....uZinzi uye waqumba waqutha umlomo wakhe....uNceba uye wasondela kuye exolisa futhi....hayi shame uNceba wabantu nkosiyam kodwa.... Zinzi:::ok baby ndikuxolele ke myeni wam Nceba:::ndiyabonga sweety...bancamisana...bajongana....Zinzi: you should learn to trust me Nceba myeni wam....Nceba:I trust you love you know stupid me I was just imagining things....ok let it go ke Togu wam...baphinda bajongana bencumelene...bancamisana... Nceba:::I love you Zinzi:::I love you too..... Nceba:::ok ndinendaba ezimnandi for you mkam....Zinzi:then am all ears.... Nceba:::you got the school love and you starting on Monday....uye waxhuma uZinzi evuya.... Nceba:::but into esaye salate kuyo baby nguNSFAS so ndithe xa ndidlula ndikubuzela pha eBoitekong college bathi kuzofuneka umzame next semester....wabudana uZinzi.... Nceba:::nah not that face love you know I can ndizokubhatalela ifees zakho and noba ungangamtholi kwaloNSFAS wabo mna I dont mind ukuqhubekisa umfazi wam ndikhupha kum epokothweni kuze unyana wethu abe nekamva elingcono...tjoo love I cant wait ade afike mntwam....Zinzi:linda love you will hold your son very soon... Zinzi:::uhmmm..Nceba xa ndisiya eskolweni wena uya emsebenzini sizomthini umntwana??... Nceba:::haibo undibuza njani lonto Zinzi ndiyaphangela kaloku sizomqashela ngoba eskolweni kufuneka uyile ke mkam....watsho edlala ngempumlo yakhe.... Zinzi:::Thank you love.... Bebesahleli ke ngoku bezolala yakhala ifoune kaZinzi...wayijonga....ibinguBathandwa...wayichola... Zinzi:::bhuti Bathandwa:::oh I guess usecakwakho ke uNceba kwa uba ndibe ngubhuti... Zinzi:::ewe injalo mntasekhaya Bathandwa:::ok bendizobuza uba akakrobelanga nto na ndibhayizile ndashiya iunderwares zam ebathroom Zinzi:::hayi bhuti Bathandwa:::ok then bye Zinzi:::bye bhuti...they hang up!! Nceba:::ebesithini? Zinzi:::haaaa suka into zikabhuti uthi uxabene necherry yakhe ngoku ucela ndize ndifike endlini ngomso uba ndinethuba ndizobalungisisa izinto.... Nceba:::ufouna at this time just to say that haibo Zee Zinzi:::dont start ke Nceba plz Nceba:::ok uzoya xa ndibuya emsebenzini ke ndizokukhapha.... Zinzi:::akho sidingo wethu love I will manage ndizoya ngetaxi Nceba:::not umfazi wam okhulelweyo etaxini ndizokusa ke end of story....uZinzi ebemayamayaza kaloku ebeyiqonda uba izovela lento yakhe yokuxoka ngoba uBathandwa akanayo kwacherry indawo yokuqala icherry kaBathandwa nguye.... Zinzi:::ok ke love akhongxaki ungandisa... Nceba:::that my girl....now lets sleep ke love kunoba noJunior ubudinwa....waphakama wayocima isibani...wabuya ebedin the cuddle and sleep... UZinzi ecinga....heee kwazuba yinto esizoyithini le kuzofuneka ndingalali ke ndicingane neqhinga ngoba uzode asole kakhulu uNceba....uye walala ke Masithembe iqhinga lakhe lizosebenza nakulegame!!!
Posted on: Sun, 16 Nov 2014 18:39:32 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015