Classique:Neh pacman emoticon Umjita xa evasa ungena nje - TopicsExpress



          

Classique:Neh pacman emoticon Umjita xa evasa ungena nje kwishower, aqabe shower gel, azehlele amanzi, usebenzisa itowel eyi 1 umzimba wonke, osule athambise pha napha ngeNivea or Vaseline for men, afake shield ekhwapheni, athi tsaa tsaa spicey colone done Ubuyela kwakula Jean beynxibile kuba esonqena uku ayina nokhupha ibhanti, atshintshe nje ngentla #done Krkrkr hayke amacherie ethu :> uyakhulula abhinqe itowel, akhangele shower cap athwale, akhuphe icell phone enze iplaylist kaBeyonce azoyimamela xa evasa Uqala esinkini avase ubuso ngesepha yeDove emveni koko Ukuba akangenanga kwishower, uvulela amanzi ebhafini, agalele ibath-foam, angene apho angqengqe, atsale iDestiny magazine/True love noba yiMove afunde aphume azosule, avukuzelise amabele neentsula njee vu vu phaxa! phaxa!, akhuphe iveet asuse uboya kuloomilenze ahambe ayogubhulula la hamper yetyala engekagqitywa ubhatalwa yakwa AVON akhuphe iroll-on aqabe amakhwapha, acinge la body lotion(So Heavenly) ayoyijonga athambise umzimba wonke aye kwidrawer yeepanty akhuphe i Boyleg ayinyuse ithi xa iphezukwamadolo; athathe ibox elibhalwe pantyliner ayixebule aythi nca anyuse panty ze ayithi nqakra xa ifika esinqeni Uya espilini epholile usisters akhuphe esasigxobo ekuthiwa yimake-up kit apho kukho yonke ingredient yobugqwirha bakwa Revlon, Queen Elizaberth nton nton awunozazi ke mfanam ukuba awubheji ndibala oo Mac, Urban Decay, Smashbox, Chanel, Clinique, Bobbi Brown, Landcome, Benefit, Sephora Lorac, Make up forever, Sephora Brands, Laura Mercier, Dior nezinye ke (krkrkr sisiza ukuba awuyithengi kwa clicks or edgars uyithenga kwa boxer or kwa just cosmetics awuzuzazi ezizinto) ndiyimbheji ene experience ndiyaypotoza intombi yam wink emoticon asikho apho, ndithi usisiza athathe esasponge esi round afake ifoundation yakwa Maybelline, kubengona ethatha i eye shadower enze okwakuthakatha kwabo kwamehlo, afake ke imake-up, athi fafa nge blush izidlele zibebomvana, akhupe imisebe(eye-lashes) afake ogqiba ayithi mascara, athathe ne eye brow liner enze amashiya athi lip liner, ogqiba afake ilip-stic yakwa Revlon epinkish, niyabazi oo este laude? pacman emoticon ay akhuphe inail-set, afakele ke la afakelwayo, gqiba aqabe icutex ne NAIL LACQUER(hayke ndikulahlile mntasekhaya ngoku) kusezokhala ihairdryer apha, ngelixesha lakama yombane isazifudumalela edongeni, kolulwe inwele, azenze istyle agcibhe, enze esinye agcibhe, enze esinye Lomntu besele eyikhuphile i outfit, kodwa ke uzodecider ukuba ha a makanxibe enye, hay ke axakwe, agrumbe iwodrobe, ajule pha! Axakwe uba uzonxibani Asikafiki ekuxakweni kwakhe ukuba uzonxiba esiphi isihlangu, ibe zii wedge, heels zijulwa pha aqondba uzofaka leyaaa ye graduation Kuyofakwa i juwellery, siyayazi ke uba yifake obabugoxogoxo Kusezothathwa iiselfie kengoku, ziba yi52 ezopic ezifotwa apho akukayiwa kufacebook kuyothiwa upload #situation_ryt_now pacman emoticon Mh mjonge xa ephuma ehamba ezthe loo clutch purse yakwa bruberry, confidence elapho! Krkr umbone xa engazimelanga emva kwezo make-up, engasithelanga phantsi kwezo weave fike egunugunwana pacman emoticon pacman emoticon ndithi thina asifaki Ponds, we are just okay, yilonto ke majita ndisithi masibazameni nge toiletry Or kanjani Ladies
Posted on: Fri, 23 Jan 2015 13:41:17 +0000

Recently Viewed Topics




© 2015