Dear Cheri yase Mthatha. Baby, I know ndikhe ndakunqabela apha - TopicsExpress



          

Dear Cheri yase Mthatha. Baby, I know ndikhe ndakunqabela apha enyakeni. Otherwise bendifuna nje ukukhumbuza ukuba ndisaphila. Ndiyayazi ukuba zange ndikuhoye emveni kwee holidays zika Dec last year. Andifuni ucinge ukuba ndikukhumbule kube iFestive seyilapha, kudala ndikucinga qha intliziyo yam ibikhathazeka kakhulu xa ndikucinga ndibe ndise Goli wena ulapho, kungekho kwanto endingayenza sowusithi uON. Baby nakulona uDec ndiyabonus(a) ngoko ke ndiyafuna ukuba uyazi into yokuba ndicebe ukuba sizonwabise kanobom. Baby ndizokucela uxelele lentwana ezenza mna xa ndisempangelweni ukuba eligungqu ebenimuncisana ngalo uliginyile.ndifuna ke love umxelele ukuba angazihluphi ngoku checker ngoba ndizobe ndikhona. Ngaphandle nje kwalonto baby ndifuna ukuxelela ukuba inumber yakho yalahleka ne phone yam. Kodwa kwathi kanti ndiyibhalile kwi diary so ndiyibone ngoku. Baby ndizozipha ithuba ndiku phone(ele). Stay sweet my love, I love you kangaka... Owakho ozingombayo Logic
Posted on: Mon, 27 Oct 2014 14:03:32 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015