Dear: family [facebook pple] # ndabulela kuni nonke aba who - TopicsExpress



          

Dear: family [facebook pple] # ndabulela kuni nonke aba who wished me a HBD......azange ndalibona uthando olungaka in ma life...kwaye ndinithanda nonke bo Sisi abahle #sisters# nakun Majimbos #brothrs# ndabulela [No hOmo majita] u Pesta uyanincanywa nani if bendine airtime i swear bendzani fownela nonke ndithi thank u......# ndanithanda nina struuu Nyoko andizenzisi # nd worse Part is I m in Cape Town Got no family or Relative but nina #Facebook friends# u showed me kuba niyi family kum thnk u kakhulu !!! Nonke nibene mini emandi #Iesh ndimdala 28years ayontwana
Posted on: Wed, 13 Aug 2014 05:55:43 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015