Dis z goin 2 make ma day ndiva bantwana base high skul becula - TopicsExpress



          

Dis z goin 2 make ma day ndiva bantwana base high skul becula ingoma ethi sizomfaka eshawarini uZuma ngoba akalunganga i think they heared t 1nce or twice bayithanda bangayivisisanga ncaam ubithini cz ithi iZuma Silifaka eShawarin bt kona remix mos nd yeyona ndiythandayo more dan original m glad dat esikwenzayo nokulungileyo bayakubona abanye abaza emva kwethu thou we cant run away frm da fact dat abanye babekwa iziziba emehlweni ngabadala ukuze bangayiboni inyaniso ngeliso bahlale bethwe mba bubuxoki de nabo babengamaxoki i respect le high skul gdmorning everyone #Azania ikhaya Lam#
Posted on: Wed, 09 Oct 2013 04:42:07 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015