Entertainment companies zinintsi nowadays. And thats gratifying, - TopicsExpress



          

Entertainment companies zinintsi nowadays. And thats gratifying, we can never say say no to progressive development. Sidlule apho.. If une entertainment company ayikho ineed ye ambush when u marketing ur events. Gutter tactics zisuse engqondweni yakho xa upusha istory sakho. Avoid making indirect damaging comments about other companies xa ufuna abantu bayi landele into yakho. Abantu abakho muncu abantu abakho dom. Bayakubona xa uzenge agendas zakho unga pushi msebenzi.. Dont undermine ur followers ngoba market(ela) i-events zakho ngemisebenzi yezinyi company. Umntu maka pushe umsebenzi asebenzisane namanye amadoda ngendlela eright ayeke ukulwa amadabi awazi yedwa. Okanye uzohamba kancan kwi Entertainment. #HayiKabi #27Sep #RuffCognacParty #E_Lounge eRuff siyahleka noba uyasinyathela sani
Posted on: Mon, 15 Sep 2014 09:17:26 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015