Faka Admin izolo ndihleli nomyeni wam nomntana we2 ona 2yrs azange - TopicsExpress



          

Faka Admin izolo ndihleli nomyeni wam nomntana we2 ona 2yrs azange wahamba n engathembisi kuhamba at all bendicingba usisidalwa uthe aku skora u Aboutrika sa celebrater notata ka baba sambona ephakama unana we2 sathandaza ba baphinde bafake elinye haike kuthe xa lingena sacelebrater kwakho uvele wahamba uBaba so ndibulela kwi Rats ngokuhambisa umntwana we2 nangomso wish nonomntana onje ngalo wam kwi Telcome bamhambise enkosi kakhulu Omhle
Posted on: Mon, 11 Nov 2013 13:03:13 +0000

Recently Viewed Topics




© 2015