Fihla admin as usual ndingu sisi ona 27 we r at the same age ne bf - TopicsExpress



          

Fihla admin as usual ndingu sisi ona 27 we r at the same age ne bf yam ndiceluncedo bahlali sina 6yrs sijola umntwana wethu una 2yrs ubf uyandithanda nam ndiyamthanda sihlala soyi2 akasenabazali obuti bakhe ababini batshata abamhoyanga abamazi noba ulala edleni seluxanduva lam umntuwam nam sendizixelela uba I will gv him all the support he deserve maybe it waz Gods plan ukuthi adityaniswe nam iproblem nantsi mna ndiyaphangela sasifunda kunye mna ndagqiba iskolo ubf akaphangeli kudala efuna umsebenzi akawutholi itshomi ziyandihleba uba ndondla indoda plus nomntwana wayo I dnt care abt bona Im jus doing wat is the best for him even naye if ingalungelwa acinge ukundishiya uma selungelwe andinandaba naloko qha ndifuna abe ngumntu phakathi kwabanye abantu waya etertiary but ngenxa yemeko ezazingapha kwamandla akhe wayeka eskolweni ushota nge subjects eziyi 3 acomplete diploma yakhe xa ndimcebisa uba abuyele esikolweni kuthiwa yayekiswa le course wayeyenza so ingxaki nantsi uma ezogqibezela zizomthatha 3yrs ezi subjects ziyi3 coz eyi 1 ekwenyi course nenye ikwenyi course so kwathiwa pha akanokwazi uku registasrisha icourse eziy3 at the same tym bendicela nindifunise umsebenzi noba unjani or othengiswayo if likhona iconnection and u sure ngalo ndingatsotswa kudala sizama emaphepheni nakwi internet for umntu uno grade 12 with commercial subjects, drivers licence code 8 plus credit certificate ye commercial practice with 17 subjects plz help guys. #Nana#
Posted on: Thu, 14 Nov 2013 09:13:19 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015