Fihle ke cc le nto ifihlwayo ndiyintombi ena 20 apha Mtata ndajola - TopicsExpress



          

Fihle ke cc le nto ifihlwayo ndiyintombi ena 20 apha Mtata ndajola nalo mfana uqhuba taxi apha Mtata.sathi sineNyanga sijola wafuna ndiye kokwabo ndabe ndisith kuye andizokwazi kodwa engayeki ukuthetha le nto,ngenye imini wandibiza eTwn fine ndaya sahlala motweni kwaba late akafuna ukundinika imali yophindela elokishin wathi uzondigodusa ngoba akazophinda akhwelise bantu...ndikuxelela into yokuba mna umntu waqhuba moto yakhe wagoduka phofu endlelen asithethisani,sade sayofika kokwabo salala ke asasebenzisa Condom cz wathi akanazo..ndagoduka after 2 weeks andaziva mnandi ndenza PT results zaziPositive ndamxelela wazondixelela ngento yoba unomfaz yena and ukhona so kuzofanele ndiyeke ukumfounela linde kufoune yena...after endixelele lo nto ndandikhala mini nobusuku ngoba ngoku sasidiban zange andixelele le nto...ndazama ke ukulinda ba ndifounelwe nguye kodwa ndohluleka ndaqalisa ukumfounela wathi uzondifaka Protection order ndath makaye sodibana phaya zange aye then ndagqiba ekubeni mandimkhuphe umntana..gqiba ndamyeka ngoku uyandifounela buza undiphethe njan unborn..ndamxelela ke mna ba akukho unborn apa wandishwabulela ke...khanitsho bakhaya ndibe wrong ndawuni..enkosi Omhle
Posted on: Sat, 16 Nov 2013 03:59:47 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015