Filha Beyla mf@ plz sendibonile kukhohlakelwe ngabanye kulomzi. - TopicsExpress



          

Filha Beyla mf@ plz sendibonile kukhohlakelwe ngabanye kulomzi. Its the same tsotsi frm Khaltsha. Uthukisa nje wena mhlawumbi sewuke watyiwa kwaku lo fbk qha ingomnye umntu ofana nam ngk uzenza tsolo kune rice ngabanye abantwana wenzingathi zange wajola kwezi ntwrks. Kodwa bendingekho apho naku ukwenzek ndiringile ne skeem ucc nzomvulela ngokwam not yena then ndimyeke coz she wont trust me weer even tho its gonna brk ma hrt 2 c her crying coz that chick ivele yandikhumbuza ma early 20s ndisenomama wengcosi yam. So ndiyayiyeka leway nangona nje its not ayoba utyana nekuku enye milha le ngathi uyayizonda. Kwaba bandixelela ngeAIDS mamela ke mna qho nge 29s after 3 mnths ndiqonda nqo emens clinic eSite C I knw ma status and condom ndiyayazi iyanxitywa idiot izobuza ndiyothini kanti ndiyayinxiba be 100% sho u safe b4 ukhwaze. Wena ke noba uyazazi ujola nomntu oyi 1 kodwa usatya ikuku / usatyiwa ngumthondo dnt b so sho u r safe coz zibilakunye eziko cc or buti lomntu uthi umlinde endlini nekuku or nomthondo hleze kuti kanti ulinde loAIDS yakho uthetha ngayo then uzofa dom kengk. Coz 30 mnts engekho endlini ininzi gqithi. Sesiyenza kwi nyt clubs, tarvens, kwi transie naku ma office espan kwezintsu leway and he / she will be innocent phambi kwakho akuphuze esibunzi n say u r da only 1 ma luv. So yithi uthukisa ke wena ube uzazi umenjani coz mna ndiyazazi n if u think u fool us u fool urself coz zolala weda ethuneni. wena kengwenya ucaba waziwa ngobukrwada kule page andizukuhoya coz ndivele ndakubona nje ndifika uba kwatenelwa endlini apha kuwe kusebusika so zothatha ixesha nezitena ukoma that means uyaqeqa if awuzundiva kakuhle Uyotsho ke madala xa uyifakile dankie sani #BEYLA
Posted on: Tue, 08 Jul 2014 02:50:20 +0000

Trending Topics



e="margin-left:0px; min-height:30px;"> Currey and Company 6871 Manuscript 1-Light Table Lamp, Smoke Black
Scratches This section explores the phenomenon of scratches,
ღMypiicm - 13288ღ Dengan menjadi pelanggan kami di
If you wanna hear/see what´s new and coming next on Sounds United
Assalamualaikum dan Salam Sejahtera.Blueheart Sdn Bhd is offering

Recently Viewed Topics




© 2015