Hi admn I am married(33) ndijole nalomfana sisese high school - TopicsExpress



          

Hi admn I am married(33) ndijole nalomfana sisese high school bendimthanda bethuna waye wacela isandla ke eapha ebudaleni bethu engumnmtu omana esindiswa aphinde ayeke mna ke ndikhulele kwinkonzo yama Wesile kodwa ke ndathi ndawutshata ndangena Assembly. nda adjuster ke bendimana ngowushiywa ngumyeni ke enkonzweni angakhonzi but ndiqhubeke ndikhonze ndimcele uThixo awukhusele imtshato wethu kuba ndimbona hay izinto azisafani. sinetshomi ke esikhule nazo sonke sitshatile silapha eRhawuitini we go out as couples most of the time kubemnandi ndiye ndafumanisa ukuba umalana nokuba siphelele ndimve xa ethetha nam ukuba u chicky ukhwela ezehlela, athethe into kube tense abantu ndibabone banentloni, ezozinto ke zizinto ezizama ukundehlisa confidence like ukuba ndinxibe lonto uyayigxeka ingakumbi xa ndingena kusithwa awusemhle adikwe, bendidla ngongaphenduli ndimbuze endlini yintoni ingxaki yakhe angaphumi nayo. we both educated siyasebenza kodwa zange ndamphakamela ndiyazithoba kuye njengomyeni. His family ihlala imthethelela abacingi bake bathi kuye he is wrong bayamoyika ndiyabona uts only makazi wakhe okwaziyo umxelela. ndizamile mna ndohlulakele ngumtshato stress endinaso ne phone le ndiyibhuqa imini yonk endiyifuna ibe in my pocket kangangendlela endicinga ngayo. nantsi eyenzekileyo endenze ndabona andinawukwazi ukunyamezela, bendikhulelwe ndine 7 months kwabe kuvela lomcimbi vacation, that was September as usual siyahlangana ne friends zethu kwacaba ke ngenxa ye pregnancy ndiyala ukuphuma reason being oko ndikhulelwe andiphethekanga kakuhle, sihlala sisilwa yaye pressure yam ya wrong so I felt like its risky, saxabana ke esithi akazubhoreka yena uyawusuke abone icebo yena azonwabise nomntu ndathula ngeloxesha ke the Dr made it very clear that I should be in doors yaye ndingabindedwa ndifune umntu ozawuncedisana nam kwacaba akekho yena uthi akazuhlalela lo nqala, so I spoke with my sister kwacaba akazukwazi ukuzowuhlala nam wandicela ndize kuye ke elithutyana ehamba ndingabindodwa, ndasendicela i lift kubo ke eya Pretoria, imoto yile yomyeni ekuhanjwa ngayo neyenye yefriend, kwacaba udikwe kwayile yokuba ndihanjiswa ngabo uthi mandizolandwa okanye ndikhwele Taxi ndingavumi kemna kuba dadwethu ebengazukwazi indlela yabo izawudlula ePitoli so I did not see yintoni elwisayo kwacaba silwangalonto ndithule akayiphaphathekisa umntu imoto kwacaba ndiva kabuhlungu ndikhale ndimcenge uyanqandwa unomsindo waphantse wasiwisa nemoto ngenxa yesigezo,yaphepha truck sele sisithi siyafa ngomothuko nda bleeder ndacela ukuleqiswa esibhedlele akavuma nmoto yakhe wathi ndiyazenzisa kodwa nali igazi uyalibona abanye sele bengaphambili, balwa ne friends zakhe ngalonto akavumi ne car keys, sancama safowunela ambulance kwakhona athi makuyiwe esibhedlele ndalaliswa, kwacaba uhambo luyaphola bane stress sam abantu, but kwathwa ndingcono, ndathi mabakhululeke if there is anything I will call abavuma waligeza owam uyeni wathi akazungahambi yena wabashiya boyi 4, abanye ke bebesengaphambili bona. around 5 afternoon ndane cramps kulapho ke ndiye ndaphulukana nomntwana I cant express the feeling ndonakele kakhulu ayidluli, I cried my sister biseyifikile nayo, they called him akaphendula bancame bafowunela kwabanye kwabuywa ke ngabanye ukuba ezowubuya the following day yena. I felt bad for spoiling ubumnandi babantu I did not ask them to drop everything nto nje baye basindakala kuba ndehlelwe yilento. he did not give a damn he was not supportive he just told me that I am so week I sould not even cary umntwana for 9 months. wayondihleba kosisis bakhe ukuba ufuna divorce ndayiva ngomtshana ndathi kuye xa eyifuna kutheni engandithumeli amaphepha kamnandi he is a lawyer ebenoyilungisa yonke lonto. wavuma wathi uyayifuna ndabiza meeting ye family ndabaxelela kwenzeka ni ndabaxelela ufuna divorce yaye andizuma ngaphambili, wandigezela infront of them endithuka ngemisunu kanyoko, ngenxa yokuba ndimchaza azenzayo, ndithe ndawubonauthetha nje ndaqonda I should file for it I served him with papers ndamxelela andifuni kwanto he can have the house and everything ndapakisha , and now he does not want to sign the papers, uthi he will sign them xa efuna,I spoke with my family they are so supportive, Guys it is well with my soul andisamfuni ebomini bamuyandijolela with different woman abandithumela pics zabo sometimes azifake kwi pro pic ye whatsap but andithethi ndithule ndiyayazi akandithandi undibonisile all I want is to move on with my life, how do I make him sign these papers? how do I make my mom understand that he does not want me ndimshiye kuba akandifuni and I deserve better I understand mhlawumbi lihlazo kuye that her daughter ibuya emzini but kum ngcono this way ndiyazihlalela I moved out last month this man ayipheli apha phofu xa efika uzawundibuza andithathanga nton nton yakhe na phofu ayivakali nalento ayibuzayo ise yangathi ufuna nje ukundingcungcuthekisa, this weekend esisuka kuyo uzowundifuna ububhanxa be USB yomculo wakhe bendicelubuza USB yam awuhambanga nayo na. please help me from this man ndimxhibe kakhulu and ingathi angahambela kude kum undibulele.
Posted on: Mon, 15 Dec 2014 10:36:18 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015