Hi ndicela undi fihle ndingu bhuti o mid 30 years. U mama wo - TopicsExpress



          

Hi ndicela undi fihle ndingu bhuti o mid 30 years. U mama wo mntanam si engaged besizawu tshata apha ngo December. Ingxaki bathe be suka esi ngcwabeni ekhayeni bengu mbutho kwa masingcwabane ba fumana ingozi e ndleleni ba limala wa gqibela e cut-wa ingalo ke yena ngo gqirha kwaku nyanzelisa waye limele kakhulu ampuri kuwo wonke u mntu owaye phaya e bhasini, nale ngalo i shiyekileyo ayi sebenzi kwa yona ufakwi bandage ya faswa apha entanyeni oko mntu lo ufakcement. Ke ngoku yi ngxaki lento kum ngoba ndingu mntu wasezi lalini apho ku setyenzwa khona strong nga batshakazi apha phakathi kwe khaya and abazali bam basa phila ba jonge ba ndizawuza no makoti okhutheleyo. Beside abazali bam bazawu thini ke cs andizekeli bona, ingxaki kwa mna ndi bona ndawu chaneka ku tshata umntu ngoba ndi bona ngathi ndawu fana nongekabina mfazi kwi meko akuyo. Ewe kona ndiyayi qonda ingomso lam andilazi, if ibindim okule meko akuyo bendizawu understander ndi mkhulule. Ndicela ubuza ndi thethe naye kanjani uze andivisise kakuhle anga khathazeki xandi mxelela. Isi gqibo sendisi thathile u mtshato awusa qhubeki, qha nje ndi funa indlela azawu understander ngayo anga khubeki. Khani cebise. #Skhova
Posted on: Mon, 28 Oct 2013 10:46:37 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015