Hi plz hide my identity n post ths for me plz, iam emotionally - TopicsExpress



          

Hi plz hide my identity n post ths for me plz, iam emotionally abused andaz ukuba mandithini. Bendihlala nalobhuti endlini singabantu abazotshata ngodecember lo uzayo. Ngok saxabana a week ago wagoduka wayohlala kowabo mna ndashiyeka eflatin ndodwa. Umfana ebelala apha endlini everyday bt sometimesa abuye very late phangoo12 nango1 ukuya koo3 bt ke ebeyenza nge week end leyo mostly so nam ndicinge ukuba uzibuyela emnxilweni kungabikhonto. So kuba ebekowabo saturday lo sisuka kuye uye wafika ebusuku aftr a week singasathethi wath uyaxolisa ufuna ukubuya blah blah blah. So nam ndavuma kuba ndisamthanda, bt sunday wavuka wathatha imoto yam wahamba ngayo kuba yena ehamba nge bakkie(corsa) so wath mna mandihambe ngala bakkie sizodibana emin ukutshintsha iimoto so andabona ngxaki apho, then ndaya kowabo kuba ndiyothatha imoto yam ndisisa eyakhe, ndafika engekho ndamfonela wath uyabuya, manyan wabuya late ndabe ndincokola nosistr wakhe kuba ndimgqibele kudala ndasese ndaqondba ndiyonqena kugoduka ndaphela ndialala pha kowabo. Ekuseni sivuswe yi nock estrong xa eyovula u sister yabe iyintomb iyakhala ibuza ukuba iphi indoda (le yam ke Phof) bt eyibiza ngegama so ndaxhuma ebhedin nam xa ndisiva igama lendoda ndaya efront ndayomamela wabe unontombi lo sendibona wandixelela ba sh knws me frm th pictures mna ndabe ndinagamaz, wath oh nawe ulinde indoda (eyibiza ngegama) ndath ewe wath mna ndingubani kabani ndingumfaz walendoda....apparently those two got married nge 8 ka may ths year and at tht time th guy ws stl under my roof, so I asked her ngalento yomtshato n sh showed me th marriage certificate.. Nyan I saw it with ma own eyes. Then sahlala phants sathetha n sh told me ba sh knew abt me whn they gt married bt th guy promissed her tht hz gna dump me for her. Then w waited for th guy, then h finally came,h ddnt talk to me n I ddnt coz any scene nam I jst kept quiet, h only spoke to hz wife bt nt even for ten minute then h left. I left th wife n th sister then I went home coz h ddnt talk to me n tht said it all to me tht h chose her over me. Whn I looked In th car thr was a womans watch. Bt all in short iam asking abakhaya to pray for me to get over ths shock, I dnt want to do something stupid n sooo deeply hurt. Bt izolo infront of them I walked away with th pride bt deep down iam finished undigqibile lamfana I dnt knw wht to do or say any more. Thanx a lot in advance for ur support. ADMINISTRATION **Likhwa Nicky Magadlela**
Posted on: Sat, 10 Jan 2015 05:36:13 +0000

Trending Topics




© 2015