Ibanjwa escaped from Prison at midnight 5 Policemen were - TopicsExpress



          

Ibanjwa escaped from Prison at midnight 5 Policemen were chasing this prisoner in the dark Labaleka elibanjwa lade layongena e grave yard Lafika lakhulula impahla elaliynxibile lahamba ze Lahlala phezu kwe Litye (Tombstone) Afika ngeloxa amapolisa Abona lendoda ihamba ze emangcwabeni ebusuku Aybuza lendoda Molo mfondin,khange ubone mntu ugqitha ebaleka ngapha? Liphendule elibanjwa,Hay bahlekaz bam Nam ndisandofika apha,ndikhutshwa bubushushu balapha phakathi apha.atsho elatha emngxunyweni,ndizakungena kwakhona xa ndiziva ba ndiphole kamandi.. Ajika ngespeed ebaleka ubuyela emva abantu bomthetho.
Posted on: Wed, 13 Aug 2014 09:42:34 +0000

Trending Topics




© 2015