If you have found yourself surrounded by bad people, YOU need to - TopicsExpress



          

If you have found yourself surrounded by bad people, YOU need to develop a better interviewing process because YOU are The CEO of your life... Wonk umnt osebomini bakho uqeshwe nguwe. Wonk umnt ozihambeley ebomini bakh uzithathele ngokwakh isigqibo suku quit and Wonk umnt ozikhuphe ngokwakho kuye umgxothile. Some of those employees may have left scars but a scar is only a mark or proof that YOU are stronger than whatever tried to hurt you... So ke nakulengxak uzibon ukuyo ngoku, ungakwaz ukuphuma kuyo ufuna... Kufuneka kuqale wena kuqala, uzibone ukuba usengxakini, emva koko uzixelele ukub ufun ukuphuma kulengxak uzibon ugangxeleke kuyo, then ask God to show u the way... Ngoba xa uhamb ebumnyaman owuzubona.. Molweni!!
Posted on: Mon, 02 Dec 2013 04:48:16 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015