"Inja ibuyele emhlanzweni wayo,nehagukazi eyahlanjwayo iye - TopicsExpress



          

"Inja ibuyele emhlanzweni wayo,nehagukazi eyahlanjwayo iye ekuzityika tyikeni eludakeni".......Ndinexhala lomntu owahlanjwayo ngabula ngalamini kwakuhlanjululwa iqhenqa lika Nahamani,ath ngoku sekhutshiwe eludakeni wavuma wath uYesu uyinkosi nomsindisi,aphinde athengise ngenyaniso aphindele eludakeni nasemhlanzweni wakhe....kulwandle lwase Kapernahum uthe esawubambile umcimbi u Simon ehamba phezu kwamanzi suke waphazanyiswa zizinto ezingemva apho asuka khna kwanga kusentlango ngelxesha oonyana bakaSirayeli sebetye bahlutha imana emva koko bamthuka uThixo bafuna ukuphndela emva....nina senisindile ekreleni hambani ningemi..
Posted on: Wed, 02 Oct 2013 09:06:45 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015