Insert 10 Me : theni ungayiphenduli fone? ndabe ndibila - TopicsExpress



          

Insert 10 Me : theni ungayiphenduli fone? ndabe ndibila ngumsindo Zan : askies mahn babe, bengayiva biku silent ubuzothini? Me : hayi sole uyeka, uyadika Zanoxolo Zan : mxm, yiba grand mahn joe Me : He? Ngaling undiqhele iwaza mna, ndibe grand xa kutheni ngoku? Zan : Mxm he dropps the fone hehe Zan was acting weird, qondba ndarhalela uyazi kwenzeka ntoni, just after he dropped the fone he called again. Me : undibetha nge fone ngoku? Zan: khawuphume phandle sithethe Me : yintoni Z kwangena umama ndayicima Mum: he sewufonelwa ngamakhwenkwe nawe ngoku, niyakhawuleza ukhula shame, phofu uyintombi ngoku unamabele neempundu I just ignored her, then ndaphakama ndaphuma. Zan wabe ehleli phantsi edrayini Me : masambe apha ukhona umama Zan : khawutsho buzondixelela nini? Me : yaxhuma intliziyo yam, yaphinda yabuyangantoni? ndabe ndiphefumlela phezulu, mbilini wabe undizama Zan : Zawubhalwa nguTa Mfundo, la meck inxila kangaka, la nja Me : ndirhalela ukhala kanjani Zanoxolo? Uyive ngabani le nto? Zan : So yinyani? I meck engakaya Nonhle? Rha sies uzibiza intsaiza kengoku? ewe kakade ndaziva ndiliqogobe mhla endidlwengula uTa Mfundo, nala nja ndingazi noba ngubani, bazenzela emzimbeni wam, babudlakaza ubuntombi bam :( Me : Zan awu understandi Zan: ebeku bhatala? Ayonyani? Me : yinyani, ayonyani Zan : He? He mfondin uthini? Me : Zan not ngale ndlela uyicinga ngayo Zan : ubethe ama 5 2, zishaphi joe? Me : ndajonga ecaleni, kwasuka kwanzima uchaza uZan ebenomsindo ndabe ndimoyika namZan Zan : Yazi ntoni? Yiba grand andifuni nto edibanise nale guava yakho imdaka, ibhalwa ngamadoda amadala, zandenza isinqa wandishiya ndithe gca izisini phaa, ndandiyazi uxelelwe ngubani and msindo wam wavele wandithutha wandisa kokwabo straight. Nge luck ndafika beme ngase gatin yakokwabo nezinye iiwey, uThalitha noThantaswa. Me : to Retha Ndicela uthetha nawe Retha: awuboni ndi busy ndiyancokola? Me : hay jonga medi ayibalulekanga le undixelela yona Retha: laughs mxm, andinasikhathi seendlavini ke mna, ndimhle gqithi for uzimosha Me : umhle? Unje wena, ngathi uyinja enebhula Retha: laughsulahliwe nje, ulahlelwa le nja inebhula Me : ndothukela ngaphakathi, ukuva le ke into Retha: Sisi zawuthe awuyo threath, ubuyazi uZan une birth mark ethangeni, phakathi kwemilenze, phosiwe sana uyashukuma ubhutiza yhuu andazi iinyembezi zam ekwakudala ndizicela zavela phi, zehla, kodwa sendimbambe ngefele lentamo, ndamtsala loo braiding zagcwala phantsi ezo nwele zi cheap, nx, ndithe nje ndimkrwitsha wabe ezama ukundiluma, ndabe ndingamyeki kwaa! Ndava ngento isithi xhungu emqolo, kwabe inguwele wele estratweni, kunqandwa, ndava kukhala abantu igazi igazi, yhuu! bendisiva kushushu emqolo, ndabe ndisiva istena kula ndawo ishushu sindibetha, xa ndijika uThalitha wabe ephethe bottle kop, ndazama uyixutha kodwa yandisika, ndabamba lo unditsala ngeenwele, unguThantaswa ndamtsho ngomva wempama wabuya umva, lo uxhwithekileyo wandibamba, wandibetha uThantaswa, bandikhaba, bandibetha nangee ntonga ndothuswe xa ndibona Agcobile endibamba esima phamb kwam Agco: futse futseq, nenza ntoni? ndakhala nyani Zan : Bavule mfethu zinjakazi gqithi abantwana aba Agco: Hayi suthetha lwatha nawe apha saani, jonga uphuma igazi uNohle, yhoo! Elingaka, bamhlabile ndaqala uva intlungu emva egqibothi bandihlabile, wandibamba uAgco Agco: Masimseni eKTC Agco noThando bandibamba macala, washiyeka ethukisa umama kaRethabile, endibiza ngawo onke amagama ezithukweni, babe bebasela abahlali hambo mbambisa, use gqithi lomntana wase Manxileni yhuu sakhwela iphela, noThando noAgco, akahamba nohamba uZan, bafika bandilindisa, ndade ndathungwa, yabe ibuhlungu nyani, ndingasakhumbuli noba ndihlatywe ngubani,
Posted on: Fri, 25 Jul 2014 14:29:03 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015