#Insert 136. :).:p.tjoo kumnandi apha,yavele yangathi kudala - TopicsExpress



          

#Insert 136. :).:p.tjoo kumnandi apha,yavele yangathi kudala ndibazi aba,lo Nokuphumla indlela angxolayo. Me: Phumla sungxola marn uzondinyusela ngefuthe.ziyabila. Her: Zen yintoni undibiza kamnandi kangaka,kanti u funny unje hayi shame bendikonqena. Me: ungabomcingela umntu vha,phofu uryt bayaphoxa abantu.sabetha bahamba ubusuku baqalisa utipha,ndazixelela andicingi kuzosa umzimba wam ubuhlungu.nda sms(a)kuKhaya. Me: baby ndifunugodukaakaphendula wavela emnyango,ndamkhaulela sahamba.sayofika endlini wonke umntu uleli phantsi ngaphandle komdlezana. Me: kwenzeka ntoni na apha? Khaya: caba bekubukelwe i moviewacima i tv,sayolala.kusasa xa ndivusa intloko yoh. Him: yintoni? Me: yintloko,kaume ndiphinde ndilalehe loughed.:v. outandamhoya ndazama ulala ndothuka sekuvukwe nguye wonke umntu bahle kunuka kamnandi,uMama noZizi base kitchen,ndiyokhupha amanzi ndibulise. Mama: uyamazi uZizi uyakwazi upheka? Me: andimazi,uyamfundisa. Her: hayi jonga uthenge lento izolorecipe book. Me: brilliant nehnditsho ndibheka phaabandivanga ababantu ndingene e room(n)uKhaya segalele amanzi wokuvasa.mna ndizovasa late. Him: plz baby,masivase ngk ndizohamba mna.savasa sagqiba undincedile ndatsho nda freshsaya e front sekulungiswe itafile wabulela uMama,satya,ugqiba kwethu. Zizi: before sishukume umntu makadlulise i present yakheutsho eqokelela izitya. Me: ezam zise room(n)ke. Zizi: bendizikhuphilesadluliselanaabantwana bam bathengele ubhabha itoys,ndabona ichiphichiphiza.:(. intombi kaMakazi,ugqiba nje kwethu yangathi kange abekho uKhaya uyoqabula,sihleli noMama. Me: kungabinje iphelile iholide sizokushiya ngk. Her: suyithetha lonto,kuzabakubiwabe ephuma naye uyofuna abantu kuzosiwa intombi yakhewakhauleza wabuya wabe noKhaya sebuya liyatshona futhu,salala kusasa balungisa kusiwa lomntwana,bahamba kwabe kufika itruck izise impahla zokwakha zika Buti. Mama: yeke zifike nisekhona,kwaye ndibafumene abantu bokwakha nokutsala igarden. Me: alikho kude elinxiwa? Her: hayiwafouna efounela abakhifuthi beza kwangoko. Ngaphaya ekusiweni kwentombi,kwa uphuma kwabo emnyango uKhaya umkhwelise apha ecaleni kwakhe azom director,umntwana waphathwa ngulo cc bahamba naye,unobangela walonto wayegezile lomntwanawathi ithe inkwenkwe yakhe angasiwabafikile bangena kwabuzwa impilo. Khaya: ndiyakholwa niyamazi lomntwana ebesefana noMolokazana wenu,ngoba ebehlala apha ubelekile ke.bajongana abazali. Tata womfana: nganime ndibize inkwenkwewaphuma wangena nayouyamazi lomntwana?ebhekisa kunyana. Nyana: ewe tata ndiyamazi.wamkhupha phandlebathatha umntwana bamjonga. Tata: sicela uxolo,ngowethu lomntwana zange watsho unyana lo uba wenzakalise intombi yomntu,kwaye izinto ezenziwa ngabantwana bethu bajikela ngasemva singaboni,kuzoza mna kuni ndiyabulela. Khaya: uxolelekile tata,awuzondifumana mna ngenxa yempangelo kodwa uzofika bekhona abantu. Tata: ndiyabulelabaphumababuyabazofika endlini. Mama: nihambe njn? Khaya: kkhle mama,bazoza apha. Mama: undincedile ubekho,kuyasetyenzwa enxiweni lomntakwenu. Khaya: yithi uyadlala,zishiyeke zifika ezizinto? Mama: ewewaphaka kwatyiwandabona intombi kamama ikhululekile ngk caba belimyile shame.kodwa abantwana bethu. Khaya: masambe Nozie siyobona elinxiwandaphakama,saphumafuthi akushiyekanga ntsuku zininzi silapha kowda kuyacaca sizohamba seyibonakala into eyenziwayo,safika. Him: yoh mandifounele uLizo intle lento yenziwa aphawa dial. Lizo: Buti,kunjn? Khaya: bafo uyakhiwa umzi wakho unyuse ikawusi. Lizo: hayi bo Buti,ndithi izokwenziwa kade lento,ndizozama. Khaya: good,ndizohamba apha iyard seyigqityiwe. Lizo: enkc Buti,ngaphandle kwakho ndingayintoni. Khaya: ok ndizokubonasajika sabuyandacutha i washing,latshona kusasa ndaphinda ndavukela kuyo,kwatsho i knock emnyangobavula abantwanakwangena omama ababini bephethe i bag ne baby bath,babulisendavumawabe evela umama wabulisa naye,abahambi bodwa bahamba nalatata walamzi qha yena wahlala kuKhaya phandle,kwabizwa omnye utata weza bathetha ezabo phandle. Abamama,bazobona umntwana benzelwa tea,ugqiba kwabo bacela bahamba,nathi sesimana kupakisha ngoba ndisenza i washing nje,balala bevasile abantwana indlela yirhorho kusasa,savuka kwavasa thina sagqiba,saya e lounge senza umthandazo,ugqiba kwethu safaka impahla,kwakubi ngk kumama wabe encamisa abazukulu bakhe.ndathetha nentombi yakhe. Me: mamela,ndiyakholwa ngenye imini uzozibona uba wageza,ude ucinge uba awufunwa kanti akunjalo,uyazibona unyaka uphele ungasigqibanga isikolo. Her: ewe cc. Me: nalo uzayo awuzoya uzoqala ukhulise,umama akazobeleka mdala. Her: hayi andizoya cc. Me: ungacingi awuthandwa ke uyathandwa,kwaye ukowenu xa ulapha but umntu uyamamela uhayi,ndaphuza usana nda bye unina ndaphuma. Mama: ewe Zenande,angathi zange wafundiswa exokabyee mamawaphakamisa isandla semka.wow salishiya ikhaya kumnandi. Him: hayi zange kubenje,bekumnandi shame.zabuya ingcingahim wathula utheni? Me: akukho nto,yuh Khaya kodwa. Him: yintoni?thetha namha.a nda panick(a).
Posted on: Sat, 20 Dec 2014 14:28:46 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015