Insert 25 :) Bekuseku seni ngok..wandivusa u - TopicsExpress



          

Insert 25 :) Bekuseku seni ngok..wandivusa u sanele Sanele:baby baby vuka Me:mhh a.a Sanele;akhona mamu yeza Me:cela undnike I 2 minuets Sanele:baby ke Me:yhuu sanele ndivukile uphi umamakho? Sanele:use monti..vuka si clean Me:ok ke Sanele:masiyovasa kalok Me:hambovasa nzokondlula Wahamba u sanele..caba beyo..wabuya msinya wafika ndilelele Sanele:akhona baby hay mahn.. Me:ndihleli ke.. Bendisozela nyan kodwa ndavuka..we decided to take a shower together one naughty shower Ndathambisa ndanxiba ndaya e front yhuu kungesemdaka klelwe ngabant abaninz condoms everywhere kungesa nuki..sanele wavusa wagxotha wonke umntu..sacleana nomntu wam..besesi hleli sodwa..saqomba masipheke for umama afike kukho ukutya okushushu..wafika umama caba beyo shopish Mama:molweni bantwana bam Us:molo ma Mama:akhona unjani mntanam Me:ndiphilile enkosi unjan Mama:ndiphilile nam..happy belated birthday mntanam Sanele:enkos kodwa njalo mama Mama:hay sungxama..jonga mntanam uyangena kulonyaka and next year uya e varsity so as your birthday present ndikunika I moto le uthanduy qhuba Sanele:nyan mama?..this Is the best birthday gift ever but ke ayiyo gqith eka baby Mama:hee ukunike ntoni nayena caba undogqithile Ndakhe ndanjonga u sanele ndifuna umva ba uzoth yinton le ndimnike yona ..because andyaz uythethe la ntoni Sanle:heee lonto siphekile awlambanga..khame ndophaka Ndayhleka..wandjonga u sanele..wahamba Mama:andikulibelanga ntombi.. Wakhupha I brace late ina nantsi endikuthengele yona ke nontombi Me:enkosi mama Kwanqonqozwa ndathi xandizophakama..wath mama yeka ntombi ndyhoye Mama:ufuna ntoni? Lamntu:khasuke man Sanele sanele..it was his dad Takasanele:oh molo ntombi Me:molo tata Makasanele:yabona ke lo unganya kuye Takasanele:hay phola ndinaye umfazi wam..baby ngena..kwangena omnye sisi omncinci umhle ke ..she was pregnant.. Wangena usanele ephethe I tray with juice Sanele:khabe ni bamba.. Waywisa..ndanqondba inkulu ezokwenzeka apha Me:khame ndiyo thatha I mop Sanele:wandbamba Ndamjong Sanele:ima..nifuna nton apha Takasanele:yi birthday yakho nyana sizok wishel Sanele:birthday yam biyizolo tata..iza ndik khaphe akhona Me:mandiyo thatha I bag yam Sanele:nzozisa Ndamjonga Takasanele:guys we need to talk Sanele:I have nothing to say to you..masambe akhona Takasanele:ndiyafa sanele Sanele;good for you Makasanele:sanele! Sanele:yinton mama?cela uhamba masambe akhona Wandtsala wakhwela e motweni Sanele:akhona khwela Me:andihambi nawe unjena mna Sanele:fine shiyeka Me:uyaphi? Sanele:somewhere far from here Me:sanele awzokwakwaz u qhuba unjena Sanele:shiyeka ke but ndahamba mna..waqhuba u sanele igesa baleki I moto Yhoo ndase ndama pha..ndaqomba mandi hambe wethu ndokhwela I taxi ..andino buyela pha ndamba..I was wearing I hoodie ka sanele thanks god binayo imali ndakhwela ndahamba..ndafika e dimbaza Olwethu:yhuu ya outa sisi yandogqitha nam Me:khame torho ndaya e roomin.. I called I fown ka sanele akaybambi ..oko ndimane ndiyzama tuu ukuybamba ndaqonda mandiyiyeke Ndafumana I call from u olwethu my friend? Me:tshomi Olwethu:nyomie kodwa wandilahla Me:hay xolo love Ive been buzy wethu Olwethu;okay sthandwa sam unjani Me:ndi ryt unjani wena Olwethu:ndi ryt ndikucingile hee ndino odwa sana Me:ntozanini ezo Olwethu:nto zangoku wethu Me:ningcedile biseyindidika lento yenu Olwethu:hahaha hayman subunomona Me:mona wantoni na Olwethu:lwanto yethuu:hee buyazi ba u aphiwe u mith Me:umithi ngumntaba kaban Olwethu:ka banele Me:banele..yho Olwethu:ja sana andisedikwe manendi xelela ba sizoba zi sister inlaws yena xa etshatele apha Me:hahaha yeka omnye umhlambi ubanele uzomtshata Olwethu:hay nyan so unjani u som-la Me:u right wethu Olwethu:yhuu makaberight ndalikhumbula elageza Me:hahaha ukhunjulwa ndim Olwethu:hay man sophinda sithethe undibulisele kubo YEva Me: ok Wadroper I fown..shem bingamandanga into yoba u aphiwe u pregnant ngumnta ka banele..andaz why because I have my own boyfriend talking about him ndaqonda mandphinde okok gqibela.. Still no answer..mama wakhe wa fowna Mama:usanele uhleli nawe? Me:ha a mama kudala ndim fownela akaybambi I fown I decided to call him..hay sana u sanele kayibambi I fown ndamncam.. Olwethu:akhona vula Ndavula.. Olwethu:u right Me:ewe Olwethu:okay ndahamba nzobuya ngomco u tixe Me:okay Ndatixa bendinga lambanga ndavele ndalala..ndavuka ngo 20:00 ndingese lambe ndanjonga I fown yam khange afowne u sanele..besendine worry ngok I decided to make my self inyama bendilambile ngok then ndabukela I tv bendinesthukuthezi nyan ..Ndafownela u yandisa Yandisa:tshomi Me:hey baby unjani Yandisa:ndi right unjani wena Me:ndi right nam wenzan Yandisa:ndisedleleni eya ko bongani Me:owk nono bye bendik tshhekisa njee Bendizomcela aze apha qhake u buzy.. Ndabukela I tv ndozela..ndayolalala ngo 00:00 ndafownelwa ngu sanele Me:*sleepy voic*e hi Sanele:hey u lele Me:ewe buzothini Sanele: bawela uzopho Me:me no ungazi your mom is worried goduka Sanele:but I dont want to go home Me:uzoyaphi ke Saneke:kuwe fondin Me:sanele iya ku mamakho..where were you anyway Sanele:somewhre Me:mhm so thats why bungahoy I calls zam Sanele:hay kengok I fown yam bise motweni Me:mhm Sanele: phume kwezoqondo kuba soze ndiyenze lento uycingayo Me:bye sanele Nda dropper I fown
Posted on: Fri, 28 Nov 2014 04:43:21 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015