Insert 41 2 months later Izinto zazi ryt ekhaya kungekho - TopicsExpress



          

Insert 41 2 months later Izinto zazi ryt ekhaya kungekho ngxabano kungekho nix kupholile.. Umama waye wayilungisa into ka Khanya encedidiswa ngu daddy njengokuba babegqibe kulonto,umama waya kuloKhanya wathetha kakuhle nomaka Khanya wamcacisela ukuba kwakutheni abe lolahlobo wayelilo but maka Khanya wabangathi uya understandr and nathi ke zange siyihoye lonto leyo and umama naye ke walcela uxolo and kwabonakala ukuba umaka khnya akadananga ngento ayenzileyo coz kwathi kanti watshisa yonke into ethi Khanya kwakula veki umama amthatha ngayo uKhanya but zange ihoywe ngumama naleyo. ULisa yena wayese ryt ngok eyigqithisile yonke into eye yenzeka kuye and nam bendisoloko ndincokola naye,efownin or ndiye kuye,or eskolwen or aze apha ekhaya ke and naye wayothuka wagqiba into kaKhanya but now seyiqhelile naye lonto,ohhw utatakhe usabila etrongweni yena and umamakhe uzihlambile izandla ngaye and naye wacela uxolo kuLisa ngokungamsave kuyo yonke lantoso noLisa waunderstander and bazixelele ukuphuma kuka tatakhe bayamgcotha and baya devorcer or if akagxothrki bona baya phuma,bt naleyo isalindiwe Ukhanya wonwabile and uphetheke kakuhle naye and notata senginyana wakhe naye,,lol umama uhappy kuba kukho umthetheleli ecaleni kwakhe. Hahahaha mna sana ndandsendkwaz nopheka ngk ndiythanda imbiza kucaca ukuba ndisaqala and sasiqhuba kakuhle naseskolwrn nechomzam. It was friday savuka noKha salungselela ukuya eskolwen and waye leli nam eroomin yam Me:khanya vuka siskolo Kha:qala uvase ndzovas mva kwakho Me:lungisa ibed ke wena Kha:yhuu yavuya Me:hay chini fondin nguwe ovuke mva Kha:nawe yibed yakho chini Me:mxm phuma apha hamba Kha:hahaha uqumbile ke ngok Me:mxm khasuke marn*ndacho ndimtsala* Kha:xolo ke mntase yeke ndzoylungisa Me:mhh ok Ndahamba ndahlamba ndagqiba ndabuyela eroomin yam,hahaha sondlulile esismanga somntana qha wabe engekho yena eroomin yam,ndathambisa ndanxiba uniform yam then ndalungisa ntloko then ndahamba ndaya ekitchen ndafika anti evas zitya caba tata mnke early nomama ndafika ndatya. Me:hi anti,njan namhlanje? Anti:ndiryt wethu qha ndizestress marn yhuu M.wanna talk about it? Anti:a,a not ngok marn nana ndisafun ucinga kakuhle qha Me:kungona uzobanazso worse nje anti Anti:hay ndzobaryt wethu,uph bhutwakho kutya kuzobanda Me:noba useroomin yakhe,Khanya*shouting* Kha;hay ndim lo Me;itya fondin sizohamba asna transport namhlanje sishiyiwe ngu mama notata Kha:bangene early? Me:ewe Sayenza sagqiba ndayojonga eroomin kammama ba akashiyanga malie taxi na,hee ayikho, ndaya eroomin yam ndathath fown ndamfowne. Me;hlw mama iphi imali yokhwela? Ma:yhuu bawo ndilibele uyishiya ima ndifownele maka Lisa azonilanda Me:ok Salinda kungekdalanga wadika maka Lisa sakhwela saya eskolweni. Skolo sasiryt wethu kungekho nto saphuma early..on our way to the taxi..ohw maka Lisa wasinika mali yokhwela kuba uLisa wayezobasekhaya naye for i weekend,.endlelen eyokhwela sadibana nabafana abay2, Guy1:hey hey nina zanapha Lisa:andfuni mna Guy2:kthen ngath yagoloza wena Lisa:mxm khanisyeke wethu asifun kuza Kwangena impama kuLisa engacingelanga tuu,yhoo akakhala ulisa,kwamisa imoto epowder lue ecalen kwethu nababafana waphuma labhuti waya kanye kulo uqhwabe uLisa wambetha ngentloko wawa phantsi xa ekhangela omnye wabe semnke kdala,waphindela kulowa wambetha ngempama eziy3 wathi kuthi masikhwele emotweni uzosigodusa Bhuti:izani ndinigoduse,nihlalaphi? Me:sihlala edwesi,hay bhuti enkosi sizokhwela itaxi Bhuti:ohk ndizonibeka esopin ke ingathi anindithembi izani Sakhwela ke hay shme wayosbeka estopin. Bhuti:mna ndingu ta Ace ndihlala e Mother well nina ningoban Sazixela ke nyan sakhwela sagoduka oko sithe cwaka endleleni
Posted on: Sun, 19 Oct 2014 09:14:12 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015