#Insert 44 After the funeral abantu baseKapa baphindela eKapa - TopicsExpress



          

#Insert 44 After the funeral abantu baseKapa baphindela eKapa kwangalomini ngaphandle kwe family ke kwathiwa bona bazogoduka after igqitywe yonke imisebenzi so bebezohamba after a week.U Anomtha no Makazi bagoduka nabo bekungekho space saneleyo for ulala kaloku ibingu Zoliswa no Thando ebebasahlala ekhaya bebengena choice ke bona Intsuku ebekungcwatywe ngazo besezigqithile kodwa into yothetha ibingekapheli apha elalini abantu bencoma begxeka,bekunconywa ubukhulu besifihlo kodwa besithi hay noko besibaxekile,ukungabinambeko kwabantu baseKapa abanxiba izinto eziphela phezu kwamadolo emngcwabeni,ukuthetha kwabazili ngaphambili bepityoloza ke phofu bethetha isilungu,umona wabantu base Kapa ngengoma,ukuphakela abantu abango tata emaphepheni(take aways)...zonke wethu bezininzi ezizinto bezithethwa kodwa zingazi kuthi ngqo besihamba siziva,bendimxelela umama but she wasnt bothered,abantu baseKapa bebemfownela bencoma ubuhle bomsebenzi bona bengathethi nto leyonke This is the day before oo mama were to leave for Cape town besebugqityiwe utywala baselwa,sasihleli sonke sincokola Phiwo: Gosh cant it be tomorrow already Phelo: Worse ndiyashiyeka ke mna eskolweni Khanyo: And Im tired of sleeping on the floor Phelo: That the worst part of staying here,my body is always sore ever since I came here Khanyo: And Im always having bad dreams Phiwo: Lol sleeping in the floor is the reason for that,,I seriously miss my bed Phelo: Me too Khanyo: Me three Bayiqhuzula intsini bonke Phelo: Awuphambene Lukhanyo Khanyo: Haha I didnt wanna be a copy cat and say me too Baphinda bahleka oko besithule no Zoliswa.Yaz bendingasaziva right xandihleli nabantwana basekhaya ngoku bendizeya man neslungu sam singaqinanga ncam iyalibaleka I English kaloku xa uhleli xesha elide ungayithethi,bendizibona ndi low nyhani I didnt fit into their standard bendihamba ngenyawo bona benxibe ezakhe zande heels bendingabikho comfortable xa ndihleli nabo ndiphele ndithula ndingancokoli Phelo: Its cool guys tomorrow will be finally free,will be saying goodbye Eastern cape... Khanyo: See you when we see you again Phelo: Hahaha ha.a I wasnt gonna say that....byee you will never see me again (watsho esanza action yobhabhayisa eme ngenyawo) Yho baphinda bayitsho intsini ngathi asikho sana thina Me: Yho hay niyayibaxa kunini nihleka worse ayikho nalento niyihlekayo Bajongana with questioning eyes Phelo: And then? Phiwo: Bad mood Me: Senditshba ayikho nyhani lento niyihlekayo,nasuka namane nihleka isqhazozo ngathi nisehlathini (benditshintshe aphe busweni) Khanyo: Phiwo did you hear that?did she just include you to what she was saying? Me: Mxm(ndajonga endexe) Phiwo: Its okay Khanyo,lets keep it down guys Phelo: Yho Sahlala umzuzwana kuthulekile Phelo: Is that your brother?(Ebejonge ku Zoliswa ebuza ngo Thando) Zoliswa: No Phelo: Your uncles baby? Wawaqhala amehlo u Zoliswa wajonga mna Me: Hayi Phelo: How is the baby related to her then?shes been holding him ever since we came here Phiwo: Princess didnt you say its her baby? Me: No I didnt Phiwo: Ahmm yes you did,remember the day I called you?? Me: No I dont...andikhumbuli Phelo: Hahaha hay Phiwo you must be mistaken,shes also just a kid she cant have a kid Hehe yebana uyaziva lo? Me: Ngubani lo uthi ngumntana Phelokazi? Wavela wathetha ngokhomba ku Zoliswa Me: Ngumntana kengoku kuwe?hay sugeza sisi U Mama besendimlibele noba ukhona yaz wathetha Mama: Subakwada Slindokuhle abanye abantwana bezincokolela Me: Ngu Phelo okrwada odelelayo not mna Mama: Ngowusuke wamxelela iminyaka ka Zoliswa not ba usuke uthethe dlokololo umdala u Phelo kuwe Sahlala ke bencokola bethetha nge teenage pregnency,how stupid some teenagers are,they dont have self love,self respect,they dont think of their future and ...blah blah.I could see through Zoliswas eyes that she was hurting wayeshota nje aqhwanyaze kuphume inyembezi,u Zoliswa nangona ebengakwazi uyithetha kakuhle I English kodwa ebeyiva and ndi sure yabangathi kubhekiswa kuye nge style lento yayithethwa ngoo Phiwo yabe oo Phelo bengathethi man ngathi babotshwe emnweni bencediswa ngu mama wabo hee akumnandi Salalani ngalomini,ndavuka ekuseni kunomntu wonke ndahlamba nda pakisha impahla zam gqiba ndaphunga and I was ready to go...bavuka nabanye balungisa bengasathethi bengxamele uzishiya ilali wonke umntu wagqiba I suit case zipakishiwe Hay shame u Mazoe uzosheka yedwa ebehleli pha egumbini engacacanga aphe busweni,u Phiwo wazoguqa phambikwam bendime ngenyawo Phiwo: I cant wait for the year to end sizotsho sihlale sonke,Im gonna miss you baby sis (wandi huger) Wandiyeka kwaza u Phelo waguqa naye,,Bendi lost kancinci Phelo: When you stay in Cape I will visit more often,I promise (wandi huger) Khanyo: I dont think I will miss you nah... but Im sure I love you ...not that much though dont get twisted Xola: Me,me,me love princess Mama: K nigqibile ngoku makuhanjwe (wandijonga)take care Angel mommy love you (wandiphuza esbunzi)bye Hee ingathi ndiyashiywa nje apha Me: Hay nam ndiyahamba nje Bonke bandijonga bothukile Mama: No you cant sweety Me: Ma??? Ibingathi andimva kakuhle Mama: Awuhambi kaloku wena,uzohamba ngo Dec Ndanesifuthu futhu ngomzuzu ndantliphinika Me: Hay mama ndiyahamba mna Phelo: Ohw gosh not now! Me: Mama sanundishiya nazi nempahla zam sendizi pakishile Phiwo: Haibo mama khanguthethe naye na? Mama: I didnt think it was necessary since its obvious Me: (Ndalila) Phiwo ndicela ningandishiyi apha ndiyanicela Mama: We are in the middle of the year awuzukwazi uhamba wena funeka ugqibe lonyaka eskolweni then next year ufunde eKapa Me: Mama ndiyakucela (bendilila ndiguqile ndimbambhe I skirt esi)sanundishiya apha mama ndiyoyika Phelo: Yho woyika ntoni na kodwa qhele uhlalapha?hay siyalibaziseka kengoku (wajonga ixesha eshlahleni sakhe) Me: Phiwo ndiyakucela sanundishiya,ndoyika u Malume (bendilila nyhani kengoku) Mama: Sendithethile naye no Makazi ndithethile naye ntombi akazophinda akwenzento va Me: Mama uzophinda awuyazi wena hlala phantsi ndikuxelele ba wasenzani ndiyakucela,ndiyanicela sanundishiya Mama: (wajonga ixesha naye)U Makazi ebesendixelele yonke into Lindo-ndo ndithethile no Malume akazophinda (wasusa izandla zam kwi skirt sakhe) Bendiphelelwe ngamandla ndityhafile kunzima noba ndiqinise esi sam isandla ndimanzi zinyembezi,u Zoliswa wandithuthuzela elila naye Mama: Uzophela ngoku unyaka ntombi sudulile kangaka (she looked worried) And they walk away with their suit cases babhabayisa once again they WALK AWAY.esidaleni behambile ndathula ndinesingqala So umama uyayazi into endiyenziwa ngu Malume apha but still uyandishiya,xa endishiya apha uthi ndizohlala nabani ndizogadwa ngubani?u Malume uzosenza ntoni kengoku engekho nobakho u Makhulu?Soze siyeke uhlala kabuhlungu apha?before bendikhala ndinethemba ba ndiyokhululeka mhla kwafika abazali bam...but ngoku?Sizokwazi uzimele no Zoliswa sinaye nomntwana esingaqhelanga kumgada,uba uye wagula somthini thina?6 months endizoyihlala apha seyilingana nobomi bam bonke Zoliswa: Sukukhala Kuhle uzobona sokwazi uzihlalela apha u Makhulu sisinyanya sethu ngoku usijongile soze ayeke kwenzeke into e rongo kuthi (ebelila) Life is not fair!!!
Posted on: Wed, 22 Oct 2014 17:07:10 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015