Insert 46 Gcobani...ndiphume phi? Me...uph kanti (jokingly). - TopicsExpress



          

Insert 46 Gcobani...ndiphume phi? Me...uph kanti (jokingly). Gcobani...ndisezulwini! Me...please bring your Angels with..(Sahleka)....ndabe sendimbona ephuma encumile, ndazxelela ba andohliki tu emotweni ndizombukela. Wabheka bheka, xa edial kuba ezafowna nda hootarisha kancinci gqiba ndahlisa ifestile. He smile engathi uyahleka, ndaphuma emotwena ndincume gem yam, ndamtsho ngeyona hug. Hmmm ebehaga kamnand uGcoban, ubuziva uba uhagwe ngothando hay ezi hug zibandayo. We broke the hug and kissed, ndakhawleza ndayeka umphuza. Gcobani...bendikukhumbula Mahlongwane, mbambo yam. Me...(teary yimincili), bendikukhumbula nam Doc kakhulu bonanje. Gcobani...not ngaphezu kwam kodwa! Me...uba besikhona isikali so weigh(a) ukhumbula ubuzobona nyhan! Gcobani....(ehleka), come here! (waphinda wandihaga endi squiz(a).....ndalala egxalabeni lakhe ndambrasha emqolo ndamqinisa nam. Gcoban....i love u Senzi, i wanna spend the rest of my life with u. Me... I love u more Doc, i want what u want. Gcobani...(breaking the hug slowly), u want what i want? Me...yes, i wanna be your wife, i wanna see your smile everyday, i wanna hear u say i love u to me everyday. Yes, i will marry u Mr Ngxam. Ndiyafuna uba ngu Mrs Ngxam...(wandifunqula uGcobani, wandijikelezisa shouting yes, yes, yes. Me...(laughing). Babey ndibeke phantsi kalok. Gcobani...wooooow andikholwa sthandwa sam! Andikholwa nyhan, thank you! Thank u for loving me kudeske kucace ba uzonditshata. Awazi ndlela endonwabe ngayo. Bendisoyikaa ba uzondiphoxa ungafuni, and undixelele ndingacingelanga yaz. Woooow (he kissed me again). Me...aybonwa nemoto yam entsha ngenxa yemincili? Gcoban... Ndiybonile bonanje sthandwa sam qha ndiphazanyiswe bubuhle bakho yavele yangath ukhweli skuta. Me...hee usile kodwa, ufanisa moto yam neskuta? Gcoban...hmmm, uythengelwe nguban bhabha wam? Ayisentle, lonto iyakfanela. Me...ngumamam tyhini, ukekho kalok omnye umnt onondithengela imoto. Gcoban...ukhona, ndim! Me...ngaphandle kwakho nomama ke babey. Gcoban...(engencume), hmmm i love u wena manyhan. Sizoyaphi from here ke my love? Me....mna ndifuna uhlala nawe ndikubuke. Masikhangele into esizoyitya then sibuye sihlale sobabini. Gcoban... Ok sthandwa sam, masisebenzise imoto yakho entsha. Me... Ungade uth ENTSHA! Gcoban...intsha nje, indala ke? Me...(ndincumile), eshee..... Sakhwela emotweni, wath uDoc kuzoqhuba mna kuba ndayaz E. L better than him. Sahamba nyhan, oko emane endiba apha emotweni, sincumelane abambe isandla sam amane esibrasha. We went to a restaurant in Hems sahlala satya. Gcoban... Hay bby iph ring yethu kalok. Me...nants ebhegin, bendingafun ivele icace ba ndizoth ewe kuwe. Gcoban...kayinxibe kalok bhabha ndizoybona ba ihlala njani. Me...khupha apha ebhegini undinxibise ngokwakho. Gcoban..(ethethe ibag wayikhupha).....waguqa ngedolo wandijonga encumile, kuba ebeseyaz answer qha wenziwa litshamba or kufuna amehlo. Gcoban...Miss Rali, ndiyakuthanda mntanomntu, andiziboni ndichitha nalunye usuku without u in my life, will u make me the happiest man alive and be my wife. Me...(ndancuma ndamjonga, everyone obepha ebeshouta esithi Say yes). Yavele yangathi ndisetivin mntakabawo ndanemincili. Ndatsholo phezulu YES, YES...everyone clapped....wafaka iring emnweni wam, wandibamba zandla zombini waphakama endijonge ntshooo emehlweni. We kissed babe abantu bengayekanga ubaseleka. Ndithe xa ndisuka esfubeni sakhe kuba sisophula ihug, ndavula amehlo xa ndisithi nanku Lux emile ngasemnyango. Uye wasondela, lwaguguza uvalo. Bendiyaz uLux uziva njan ngam, bendiyaz uba le yotshata kwam noGcobani will hurt him but this wasnt about him anymore. Its all about what i want and what makes me happy. Ndiye ndothuka to see him(Lux) smilling, i ddnt whether ndincume back or ndithini. UGcoban ebengekamboni kuba ebesiza eback kwakhe. Wade wazofika kuthi uLux wabulisa with a smile. Lux...molweni Doc (watsho esolula isandla)....wandijonga uGcobani ndanqwala (wakhupha esakhe isandla). Gcoban... Molo Luxolo. Lux... Ndnganijoina? Gcobani...besesihamba! Lux...congratulations on your engagement, ndiyabona uyamthanda uSenzi nyhani. U are lucky to hav a loving woman like uSenzi ebomini bakho. I wish you all the best. I dont wanna lie bendinomona ngo Senzi, but now that ewele kwizandla ezi right ndiyavuya. Ingakhangeleka ngathi andiyi mean(ishi) lento ndiythethayo but trust me i mean it. Me&Gcobani...(ngexesha elinye), thank u. Gcobani....ndiyathemba uqinisekile ngalento uythethayo, i trully love her (wandijonga). Lux...u hav proved it. Senz ude wamxelela umamakho about engagement? Me...il tell her ufika kwam endlini, i lied ndathi ndiye kuwe ndiyokubonisa imoto kuye. Lux...(lookin happy), unemoto? And im the last to know? Me...ubuzoybona kalok ngomso! Lux..heee yho. Gcobani...masesiphumani ilapha phandle size ngayo apha. Lux...wow, u r lucky Senzi, ungayiyeki lento ukholelwa kuyo,ungamlahli uThixo.
Posted on: Wed, 15 Oct 2014 06:20:29 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015