Insert 50!!! Ayonyani kelena ndiyibona apha yini - TopicsExpress



          

Insert 50!!! Ayonyani kelena ndiyibona apha yini le?.?.?.? Ibingandifuni kodwa andiyitandi. . . ndingene ndabulisa ndadlula ndaya eroomini ndafika ndacofa iphone yam. . . ndithe ndisayicofa wangena uKety. . . Haybo ntombi andikwazanga uba uyeza. Mnq:uyayazi nje ukuba ixesha elininzi ndilapha. Kety:lento uyibonileyo asiyiyo vah. Mna:andingeni kwandawo kwinto yakho noLunga kunye nomama wakho kodwa kona kona ayikho ryt uba ibibhaqwe ngumama wakho ubuzothini? Kety:akhonto ebezoyenza ngoba ekugqibeleni mdala kunoLunga! Mna:Ow awuyidanelanga lento uyenzayo nhe? Kety:ndenze ntoni na kulityala ukudlala noLunga? Mna:khange nditsho wethu ndiceka undiyek ngengxaki zakho ndixaken nezam , wenzani awenzani noLunga andingeni ndawo. Yazi bendidikiwe nayilencoko kaKety ebenandityalinto moss so makadle phantsi , andikhathali noba baye benzani mna ndinumphandle. . . ndiye ndaphakama ndalungisa imbiza. Kaloku xa uhlala emzini kufuneka ubenguSarah wenkosi ngoba ucenta iplate yokutya so bendisenza njalo kenam. Ndiye ndapheka kuLunga kunzima noba andijonge. Yazi noba ndashiywa nanguMakaKety kodwa ndandisamthanda uLunga kodwa kusekubeni ndiqhubekeke nobomi bam yena asity siqatywe macala isonka. Ndiye ndapheka emva koko wangena umama encoma ivumba yena uLunga eseroomini uKety ebukele itv. Uye weza kum lomama wabe ezondibuza ukuba unjani na uTshepo ndiphendule nje wethu ngoba bendidikwe nobe ndibuzwa uvobe phandlapha. . . yentombi kufunwa icleaners pha esibhedlele kodwa zinyanga nje ezimbalwa ezi zizophangelwa ngabobantu bazobe beqeshiwe. . . hayi lomama khange ndiyicinge kenoko ukuba angandicinga kwizithuba zomsebenzi. Mna:zintoni ezifunwayo ke mama ze uqeshwe apho? MakaKety:nyu Grade 12 qha ofunwayo eny nenye onayo iyakuba nj yi Advantage kuwe, ndiye ndacinga wena ke ungathi ndikujongela phantsi. Mna:enkosi mama awukhange uqalise kwa undijongela phantsi ndiyabulela mama ngento yonke ingase ndiwufumane khendiyeke ukuba luxanduva ebantwini. MakaKety:ulungise izinto zakho ke sisi va ndifuna leveki iphele uzifakile. Mna:ngomso oku ndizoyokwenza iCv yam. MakaKety:ohk ke lolo phaka kaloku ndiyaphela yindlala ndisayokukhulula ngoku ndibuye uphakile vah. . . ebephuma ngalamzuzu atshoyo. Ndiy ndaphaka ke wonke umntu weza etafileni wazotya. Bekuthulekile qha umakaKety betyisana no Lunga , bebengasonwabanga man ingulowo etyisa omnye. . . bby yazi ubutshintshile ubomi bam andazi ukuba ngaphandle kwakho ngendiyintoni. . . umakaKety ebefaka icephe kubby wakhe mntakabawo. Lunga:awunofika kum bby ndonwabe nyani andazi ukuba ixesha elingaka ubuphi . MakaKety:yonke into inexesha layo nangona sayiqala wrongo nje lento kodwa mna nawe sidalelwene. Lunga:enkosi bby vaha. . . zancamisana ezanto. . .jonga ebegqushalaza uKety ngumona . . . ujwile icephe pha uKety wahamba wayotshona eroomini uKety. . . uye walandela umama wakhe ndashiyeja nesisihelegu singuLunga. . . uba ukhe wayithi vu kumama kaKety lento uyibone apha namhlanje ndizokubonisa abantu. . . ndaze ndavelelwa nguLunga. Mna:uzokwenzani? Lunga:qha ndiyaxela. Mna:ayuzuvezwa ndim izozivelela uyakuthi ndanditshilo. . . ndiqoqoshe izitya ndayozihlamba. Ndithe ukugqiba kwam ndahamba ndaya eroomini ndifike ekhala uKety khange ndimbuze noba ukhalelani ndithe xa ndikhulula yakhala iphone yam kanty nguTshepo esithi mandivele. Ndiye ndavela wathi mandihambe naye uyandikhumbula nam bendiyikhumbula indoda yam yini le. Ndiye ndabuyela endlini ndiyovalelisa tjo haysana ebemele kukhala uKety ndithi ebengathi li virgin umakaKety engasangxoli man yabe indoda imotshele ubani ndibonile ukuba ayingangam apha nam ndizosuke ndirhale kaloku ndiziqhelile nje izithonga zikaLunga. Ndiye ndahamba ke sayofika noTshepo khange silinde ntanga sincamisene isidala sento ndabe ndifuna undikho tu umapipina ukuvuka. Yemani sabangamzama ngandlela zonke wepam ntanga. Hayke ngenyembezi owam umntu niyamazi wakhe wathathisa. Khange ndiyise kude kemna lelagqwirha likamama wakhe. Ndimbeke esifubeni ndathi kanty andiyi ndawo lomama makabone ukuba makathini lena indoda ithi mna . Silele izinja zingakhonkothi zinjalo kodwa ndathi ndizazi nje izithonga zikaTshepho andiyi kwandawo. Kuhambekile ke sele nezinto ndimnikile umama ka Kety iCv yam. Nyani ndiye ndabizwa kwi Interview nyani ndayipasa. Besele ndimnkile kuloKety ndihlala noTshepo full time. Ndithe ngalemini ndibuya emsebenzini, umama ke Kety yena ephangela ishift so besiphosana. Ndive ngephone ikhala xa ndithi nguye. . . Mama yintoni ingathi awukho ryt nje?. . . ebefixiza ngoku andiphounelayo. Mna:yintoni ngoku mama? MakaKety:ndicela ufike apha uKety undibelele ndiphila. . . intoni?,?.? ndibuze sele yabekwayo iphone ndathi mandileqise . Ndigangwe ngumgodlo ka Kety ndisekude ndathi jah!! Easy come, Easy Go Xhonglish!!!
Posted on: Sun, 25 Jan 2015 18:56:38 +0000

Trending Topics




© 2015