Insert 86 Two months later.. Things were normal between my - TopicsExpress



          

Insert 86 Two months later.. Things were normal between my wife and I. You see, when you stick to honesty and transparency, you live a drama-free life. My wife was beginning to trust me again. She took my word for everything I told her and thats the way it should be.. She was now attending driving lessons from a driving school so she could get her divers license. It was about time, we had two cars at home, driving her around while there was a parked car at home just didnt make sense.. It was now on a Wednesday. My alarm went off at 6am, as per usual. I woke up and went to take a shower. When I was done, I went to get dressed. I got dressed in a Black pair of pants with a White shirt and a Red blazer. My wife woke up while I was getting dressed. Nakhane: mmhhm, haybo, uyathanda ukungandivusi wena.. Me: uxolo kaloku, nawe mos uyathanda ukungaphangeli.. Nakhane: hay kodwa, ndasoloko ndifika late emsebenzini. Me: ndzakuvusa kaloku uqala namhlanje. She got out of bed.. Nakhane: mandivase ke, yhoo ndi late, ngu 7 ixesha.. Me: nawe uyabhida baby, ixesha elininzi awuphangeli so nam andikwazi ukuba ungena xa kutheni.. Nakhane: its okay. She disappeared into the bathroom. I made the bed and packed my bags.. When I was done, I went to the bathroom.. Me: baby, ndikulinde? Nakhane: ha a, baby uzakuba late.. Ill call a cab. Me: okay, call me xa ufika emsebenzini ke nhe. Nakhane: I will.. Me: mandiye ke, ndiyakthanda! Nakhane: nam ndiyakthanda baby.. I walked out. I took my bags and left .. When I got to work, Phinda and Thobani were chatting at Phindas desk.. I greeted and they greeted back.. Me: anincume, ni right? Thobani: hahaha, uyagula wena. Si right, wena? Me: ndi right nam. Uhm, Phinda? Anything for me? Phinda: no Sir, nothing yet. Me: okay ke sure. Let me leave you two to it. Phinda: hahaha, ow hay Mr Thwani.. I walked away, got to my office and started working.. About 10 minutes before my lunch hour, somone knocked on my door.. Me: enter! The door swung open and my wife walked in, smiling. She was dressed in a Black pencil skirt, a White blouse and a Red blazer. I laughed as she walked in.. Nakhane: haybo, kutheni sendihlekwa? Me: uyathanda ufaniselana nam yho.. She fixed her skirt.. Nakhane: hay wethu, ndinxibe njee kwanto ndiyibona phambi kwam. Me: hahaha, caba uyakufuna nyani ukufana nam ne? Awuzode ubemhle nje ngam maan sisi, yho! She sat down, folding her arms.. Nakhane: uzungakhali ke xa indim ohleli kuwe emagxeni. I laughed.. Me: ude wamhlana kodwa shame, Nakhane: mxm, khawuyeke maan Siphe. Yintoni na wena? Me: hahaha, uxolo ke. What brings you here? Nakhane: lunch. Ndifuna siphume siyotya iLunch sobabini. Me: oh okay, uze ngantoni? Nakhane: nge taxi. Me: ey, andiyithandi ke lento yakho ne taxi yazi. Ziyingozi iitaxi, especially kwi females. Nakhane: sendizakuba ne license wethu, dont worry. Me: ziyingozi nyani iitaxi baby. We read stories everyday zabantu abatsotswe ngonoo taxi, especially ezi cabs. Nakhane: I know, relax baby. Me: hhmm.. I cleared my desk and we walked out. We walked past Phinda.. Phinda: yhoo, anisebahle bethuna. Nakhane: thanks sisi.. We walked out.. Nakhane: kutheni ungabuleli umntu encoma? Me: ebendibonile uPhinda ksasa, khange andincome. So inoba uncoma wena ke. Nakhane: awunachuku, haybo! Me: khange andincome nje. Nakhane: see? Me: what? We got to the car and drove off.. Nakhane: ubusithi nguwe omhle ke apha, kunconywa bani ngoku? Me: hahaha, mxm shut up! We talked about general stuff, joking and fooling around. We went to a restaurant of her choice and ordered what we felt like eating. Nakhane: this feels good, Me: I know.. But you know what feels better? Nakhane: what? Me: taking a shower with you. I smiled. She laughed.. Nakhane: siyatya, khawume ngezo zinto. My phone rang, private number calling.. Me: hello? The caller hung up. Me: hello?? I put my phone on the table.. Me: hee, hayke ngoku. Nakhane: ngubani? Me: yi private number. Nakhane: uthini? Me: ucime ifoun xa ndisabela. Nakhane: I wonder ngubani ke ngoku.. I shrugged my shoulders. Me: uzakuphinda afoune ukuba ufuna ukuthetha nam. Nakhane: ewe .. We continued eating. When we were done, I settled the bill and we walked out. My phone rang again, private number again.. Me: private number? Caller: bhuti? My heart skipped, it was Silu.. Me: Silusapho? She hung up. Me: dammit! Nakhane: what? Me: ngu Silu, qha ufouna nge private number. I browsed through my phonebook, looking for her number. I called her but it went to voicemail. Me: ikwi voicemail. Nakhane: uhlala phi uSilu? Siske siye kuye ke. Me: andimazi. I think uhlala no Siba kodwa. Nakhane: yho, uSiba ngulo ka Zimkhitha mos. I nodded. Nakhane: unayo inumber yakhe? Me: no, I dont. Nakhane: dont worry, ndizakuyifuna pha ku Zimkhitha. Im sure usenayo. Me: yeah, soze angabi nayo. Theres a possiblity that hes the father. We got to the car, Nakhane took her phone out and chatted with Khitha on WhatsApp. Me: uthini? Khitha: yima, uthi usayijonga. Me: okay.. She continued chatting with her, until she got the number she wanted. Nakhane: nantsi ke. I took the number.. Nakhane: uzakuthini kuye? Me: Ill ask for uSilusapho. Iyandidika maan la ntwana yaz. Nakhane: ooh, xa uqala ngodikwa ke. Yeka ndithethe naye ngokwam. Me: uzakuthini wena? Nakhane: ndizakuthi ndingu.. Ngubani kanene la tshomi ka Silusapho? Me: ngu Bianca. Nakhane: yes, Ill say ndingu Bianca. Me: okay. She made the call.. Nakhane: hi, how are you?.. Im good too. Im Bianca, Silus friend from school. She looked at me and I nodded.. Nakhane: uhm, yes.. I was wondering if I could have a word with Silu. Hello? She looked at me.. Me: uthini? Nakhane: he hung up. Me: haybo! Nakhane: Im telling you. Me: khawubuze uZimkhitha ugqibele nini ukuthetha naye uSiba lo. Nakhane: okay. We got to my wifes workplace and parked outside. Nakhane: uthi abathethi. Siba wants nothing to do with her. Me: so akamazi nokuba uhlala phi? Nakhane: akamazi. Me: yho, hay. Khawuyeke ndiphangele mfazwam. Well keep intouch. Nakhane: sure, ndizakumane ndimzama uSiba nam. Me: okay, sure. Or maybe uSilu uphelelwe yi airtime. Maybe she will call again. She nodded. We shared a hug, then she stepped out of the car and walked away.. I drove off too. I got to work and resumed my duties. Later, I went to pick my wife up and we went home.. She was busy on her phone the whole time.. Me: khange afoune ke uSilu. Nakhane: maybe she changed her minds. Uyamazi uSilusapho. Me: hhmmm.. We got home.. Me: uncokola nabani na? Nakhane: no Sibabalwe, kunini endithe ncaa lo mfana? Akandidike. Ucinga ukuba ndingu Bianca. Me: uthini kuwe? Nakhane: uthi ufuna sidibane, kunini ndimsusa emva kwam. Me: block him. I placed my bags on the kitchen counter.. Me: sitya ntoni? Ill cook. Nakhane: no yeka, Ill cook. Me: okay ke sure. Nakhane: Ill take a shower ke mna, then ndipheke. Me: sure baby.. I went to the living room and threw myself on the couch. I kept trying to call Silu, with no luck. My phone rang, I jumped to pick up and got disappointed to see that it was just Akhonke. Me: Ta A.K? Akhonke: Msihlana, unjani ntwana yam? Me: ndi right Ta, u right wena? Akhonke: ndi right nam.. Hee man, ndikucingile mjita wam.. Unqabile. Me: ndikhona maan, andiyazi maan nam kutheni ndinqabile. Akhonke: ooh, okay. Ndicinga ukuza apho for a few days, ndikwi leave. Me: yiza boy, wed love to have you here. Akhonke: sure ke ntwana. Me: sure.. Undibulisele apho endlini. Akhonke: yho, ndagqibela nini ukugoduka? Me: ngoba? Akhonke: akhonto, qha ndiyathanda ukuzihlalela. Me: oh okay ke ntwana yam, Ill see you xa ufika. We hung up. I watched TV, slowly dozing off.. I heard my wife talking on the phone. She came to stand before me and hung up.. Nakhane: ngutata lowo, uthi usendleleni.. Saxuxuzela isisu sam.. Me: ooh? Uza nini? Nakhane: uthi usendleleni, masingalali engafikanga. I smiled.. Me: uza no mama? Nakhane: no man, ushiyekile umama kaloku yena. Me: oh okay.. I was really not looking forward to having utata ka Nakhane around. That man really knew how to scare a brother out. I didnt know what was good enough when I was dealing with him.. Nakhane: mandipheke ke, Im sure uzakufika elambile naye utata.. Me: let me go and change, ndizakuncedisa.. She went to the kitchen while I went to our room to change into a pair of shorts, and wore the same vest I was wearing the whole day. I then went to the kitchen to help my wife out with dinner preparations.. Nakhane: hee yazi ndiyayicinga lento ka Silusapho.. Me: ewe?. I wore an apron.. Nakhane: inoba she changed her mind secingile ukufounela. Me: one thing I know, is that she misses me apho akhoyo. Ndim oyena mntu umazi kunomntu wonke. Nakhane: Im sure she really misses you. Qha aphinde azive onwabile kule ndawo akuyo. Me: shell come back, noba kunini na. She cant hide forever. Nakhane: ewe, and ke xa ebuya, shell expect uNdalo to take her back. I kept quiet.. Nakhane: banjalo kaloku abantu. Umntu apetsule apha, xa exakwe bubomi abuyele kulaa mntu wayemlahlile. Asokolise ke ngoku ngoba lo mntu seqhubekekile nobomi I looked at her. She wasnt talking about Silu and Ndalo mos ngoku. Me: baby, uzakuyenza njani le nyama? Nakhane: ndicela uyifake pha e sink(ini), ndizayihoya ugqiba kwam apha.. She was peeling veggies. My phone rang again, it was Silusapho.. Me: hello? Silu?? Silu: bhuti? Uphi? Me: ndi- She hung up. Me: uSilu yintoni na? Nakhane: she hung up? Me: ewe! Nakhane: inoba yi network ke, inoba ufuna nyani ukufounela shame. I tried calling her, but it went to voicemail. Me: hay, andiyazi ke ngoku. Nakhane: dont stress baby, uzakufouna uSilu athethe lento afuna ukuyithetha. Me: yeah, maybe she wants to see if Ill pick up. Zange sohlukane kakuhle kaloku no Silusapho. Nakhane: ingenzeka ke naleyo.. Me: yeah, utata inoba sesondele ngoku? Nakhane: I dont know ke, oko ebegqibele ngoko ufouna. Why? I smiled. Nakhane: hay hay Siphe, ndiyapheka mna.. She blushed. Me: umdala wena, khange ndithethe mna. Nakhane: ndiyakwazi nje ukuba ucinga ntoni? Me: you do? Ndicinga ntoni? She giggled. Me: nantsoke! Umdala wena. Molwenaphekhaya, someone said while my wife and I were chatting up a storm. We looked at him, it was Monwai.. He had his arms stretched out.. Monwai: molweni bantwana bam.. We greeted back and went to lock ourselves in his arms.. He kissed my head and kissed Nakhanes forehead. Monwai: kunini ndinikhumbula, ninjani? He let go of us.. Me: si right. This is a surprise! Monwai: a surprise? Njani? Ndichazile mos ukuba zeningalali ndingafikanga. I looked at Nakhane. Nakhane: ndikuxelele nje. Me: ooh, I misunderstood what you said ke. Monwai: whats there to misunderstand na apha? Some things never change. Nakhane laughed.. Me: unjani tata? Monwai: ndiyaphila nyana, kukudinwa qha. Me: I can imagine. Monwai: Nakhane, unjani wena sana lwam? Nakhane: ndiyaphila tata, nawe uyaphila? Monwai: ndiyaphila, qha ndidiniwe. Nakhane: Im sure ulambe nokulamba. Sendigqibezela apha. Monwai: khawulezisa. Ngubani ixesha ngoku? Ndifuna ukulala maan. Nakhane: yi half past 7. Ndilityaziswe kukuqala ndivase ke before ndipheke. Monwai: kuse early noko. Mandiyobeka ezi zinto eroomini yam ke. Me: let me help you.. I helped him carry his luggage to his room. Me: why ungafounanga sikulande? Monwai: ndonqene ukunisokolisa. I know my way around the city. Me: okay. Monwai: how have you guys been? Ngaphandle kobethwa kwakho ke. Me: hahaha, things are okay. Sonwabile. He looked at me.. Monwai: hhmm.. Ndifuna ngomso ukuniphekela a nice meal, so we can catch up kakuhle. Me: haybo, phumla. My wife and I will cook. Monwai: I insist. After tomorrow, andiphindi ndibe na chance. Ill focus on my company. Me: okay ke. Monwai: theres a lot I want to talk to you about. Me: okay. We got to his room.. Monwai: yho, le room oko yayivaliwe? I nodded.. Me: zonke ezi rooms zihlala zivaliwe. Monwai: hehe, anibi nazo nee guests ke? You can use le room xa kugcwele apha. Me: akugcwali apha. Monwai: yho, nipholelwe mos. We put his luggage on the floor. Monwai: hlala phantsi, ndifuna ukuthetha nawe. I sat on his bed, he sat down too.. Monwai: andizokwazi ukubuza ngo Zimkhitha phambi kuka Nakhane. Unjani uZimkhitha? Akakabeleki? Before I could answer that, before I could go on and on about how Khitha nearly destroyed my marriage, my phone beeped with an SMS, I opened it and it read as: Im done with your sister. My next target is your wife ...
Posted on: Sat, 10 Jan 2015 16:34:49 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015