Insert 9 continuing Mna-hey Lwazi-kwenzekani - TopicsExpress



          

Insert 9 continuing Mna-hey Lwazi-kwenzekani buhle? Mna-ngantoni? Lwazi-yilanto yenzeka ngalamini? Or kukho into endiyenzileyo? Mna-akukhonto Lwazi-then why undenza so mf2 since that day ungabambi icalls zam,kanti ndenzeni? Mna-hayi mna lwazi ndifuna ulungise indaba zakho. Lwazi-eziphi indaba na mf2? Mna-ndabazakho nomama womntwanakho. Lwazi-asaz noba ngumntanam lowa.andimfuni futh lamntu mna ndifuna wena,ndifuna wena buhle. Mna-undifuna ngoku ungekayaz uba ngowakho na lomntana.xa umazi uzondishiya andithi? Lwazi-ndizokushiyelan? Khawucinge njengomntu omdala mf2,ngoku undilahla kuba ndinomntana? Mna-hayi ndicingela nje umntanabantu lo umithisileyo ngoku awumfuni. Lwazi-wandilahla ngokwakhe lamntu.ngoku uyabona ndonwabile ufuna undimoshela,amlahlile amadoda anka wayendishiyela ona ngoku uza kum. Mna-ayke andazi. Lwazi-yintoni ongayaziyo? Uyandithanda? Mna-(ndavuma ngentloko) Lwazi-uba ubundithanda ngowungayenzi lento uyenzayo.buhle ndiyakucela,ndicela undithembe,noba ngowam lamntwana soze ndiyeke ukuthanda,hazi ndine plans ngawe,oko xandilala ndiboniswa mna nawe n our kids sonwabile n our beutiful house,ndizixelele lento ndiyboniswayo iyoze yenzeke 1 day.ndikuthande ndiqala ukubona uyilento kudala ndiyifuna.andidlali ngawe tu mambhele ndiyakuthanda nyani with all of ma heart...eish lomfana undenzani ngoku,zavele zazehlela iinyembezi kum,wandi huger wandibeka esifuben ixesha elide. Lwazi-suka ngoku Ndasuka sancumelana. Lwazi-ismile sakho kodwa. Mna-sitheni? Lwazi-hay yeka. Ku late mandihambe,ngendilala qha ugogowakho ufika engamenywangam Mna- hahaha Lwazi-bye ndiyakuthanda vha Mna-nam.
Posted on: Wed, 01 Oct 2014 19:14:14 +0000

Trending Topics




© 2015