Insert31 Ndabhekela ndamjonga,wanentloni Me:what was - TopicsExpress



          

Insert31 Ndabhekela ndamjonga,wanentloni Me:what was that Stha:uxolo its just that yonke lento yenzekileyo is stressing me Me:kengoku ufuna ukhuphela kum istress kanti what is it that you all want from me,yintoni le niyibona kum niyifunayo Stha:im sorry mila i did not mean to upset you i thought [he reached for my hand] Me:khophume Stha:but [besisemnyango mos i just opened the door ndamjonga waphuma,i banged the door] After what stha tried to me ndazixelela that uqala ngoko theres akhondoda endizoyivumela yenze na ntoni na kum,ndazixelela that from now on ndizozimela i just could not understand uba yintoni lento mna funeka ndibelixhoba oko. Ndandilungiselela uhlamba mos i locked ndayohlamba and wore ndahlala etvn phofu ndiyicimile kuba bendicinga about uLona bendimkhumbula and lento yakhe yokuzibulala was slowly getting apha kum,bekubuhlungu apha ngaphakathi nam ibingase ndife nje for once.Ndahlala ke kwesosithukuthezi thinking about how messed up my life is and bendisuka ndizibhaqe ndilila but id wipe my tears kwangoko ngathi andifuni bonwa ngumntu ndilila kodwa ndihleli ndodwa.I still had ama bandage ezandleni ndawakhulula and went in my dads room ndavula i drawer apho bekukho khona eza blades but bezingekho ngoku ndaphuma ndahlala phantsi and i just ate inzipho zam ndingcangcazela and crying ndaphakama ndaya to the dustbin ndakhangela izinto utata ebendicleaner ngazo ndabhaqa i blade nge lucky and i smiled ndasula my tears ndaya e bathroom ndame e sinkin ndazisika again ndingeva ntlungu i did again kwenye ingalo igazi beliphumela esinkin but not kakhulu i took my towel ndazosula after sometime then ndavulela amanzi for uhlamba i towel ndaphinda ndazibopha then ndangqengqa phezu kwebedi,izandla zam besindindisholo. I searched for my phone ndiyigqibele kudala moss and ibise drawini ine missed calls about ten and nemesage from dad,ebesithi mandibambe i phone and i had 3missed calls from him.Ndam buzzer since ndingena airtime and looked kwezinye missed calls but ibizeze number endingayaziyo ndacinga ngomama.Dad called kwangoko Me:dad Dad:ufuna undibulala? Me:ngantoni? Dad:kunini ndi fowna milani,ubusenzani Me:bendingenzinto qha i phone yam ibise drawing oko kusile Dad:yonke into ilungile apho Me:ewe tata Dad:ill be back in an hour,ndikuphathele ntoni Me:nothing Dad:ubutyile Me:umm yes [i was lying ndandingatyanga kodwa ndingelambanga] Sathetha wathi uyeza and he hung up. After an hour nyani utata wanqonqoza ndahamba ndayovula Dad:mntanam madoda [i smilled and we hugged] Ebephethe i plastics ke ezinokutya ndatsho ndalamba sahlalaphantsi and i dug in ndatya sabe sithule cwaka oko Dad:yonke into i right Me:ewe tata Dad:use wathula oko ndifikile Me:i ddnt realise Bendingamhoyanga nyani utata phofu its not like kukho into ebendiyicinga qha bendizuthulele nje mna Dad:i think ngomso funeka uye esikolweni [i had forgotten about school mna and ngoku it was wednesday bendingafuni uya mna but ke utata wayengazova ngam so ndanqwala intloko] We finished eating ndaqoqosha utata wabe esiya e roomin yakhe ndathi xandiyohlala phantsi Dad:milani yizapha [ebendikhwaza] I stood up ndaya Me:ta Dad:ubuvula ukhangelantoni apha [ibiyila drawer bendikhangela i blade kuyo caba khandiyivale] Me:Hayi bendifuna i grandpa bendinentloko but iphelile ngoku Dad:mm okey ingahamba ke ntombi Me:tata Dad:angel Me:usithabile was here Dad:ubhuti kaLona Me:ewe Dad: owh xeim inoba ebekhumbula usisi wakhe and ukhathazekile nje,you know bbe ngoku they need our support Me:ewe they do [ndatsho ndiphuma bendityafile i was going to tell utata about what he tried doing but i thought mybe he is right xa ethi ukhathazekile] I went in my room ndakhupha my uniform ndayi ironer ndidikiwe i really did not want to go esikolweni,ndandingafuni abantu bandijongele lento yenzekileyo,the kidnapping and Lonas death. I finished ironing ndayo joiner utata e dining room ebukele itv ede waziqotha isofeni ndahlala kwenye nam ndalala ndajonga ohezulu. Dad:bbe zinjani ingalo Me:zi right Dad:ubukhe wakhulula nasmhlanje Me:ewe tata Dad:khoze sizikhulule ngoju zizophola [watsho ephakama] Me:hayi tata ndizozikhulula ngokwam Dad:ndifuna ubona zinjani i wont hurt you [ndandingafuni abone that i did it again qha bendingafuni uzicacisa] Utata zange andimamele wavele wabamba ngalo wakhulula elokqala nam ke sendiziyekelele Dad:yehake kutheni ngoku lizobanegazi eli bandage kodwa ubuyekile ukopha [he finished wandikhulula elinye nalo belimdaka and dad noticed uba ndiphindile] Dad:milani [ebetsholo ezantsi looking down] I did not reply Dad:why I could not stand it i saw i dissapointment kutata emehlweni and i felt so guilty i just got up ndaya eroomin yam ndazivalela ndangena ezingubeni ndalila and my phone vibrated phezu kwe dresser ibiyinumber I answered ndifixiza Me:hello Caller:atlast,is that you milani Me:whos asking Caller:its fernando Me: oh hey Nando:whatsup are you crying,whats the matter [ndavele ndalila worse kengoku i could not answe i hung up] #Larnie
Posted on: Wed, 22 Oct 2014 15:19:12 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015