Insert95 Inyani phambi kuka Thixo nantsi..I loved Sizwe - TopicsExpress



          

Insert95 Inyani phambi kuka Thixo nantsi..I loved Sizwe ndingazange ndayeka futh,I only left him because I had a point to prove I wanted him to see that I could stand on my own two feet and be happy without him cz waye ngafuni ukutshintsha.but then came Ludwe with his charms and everything else I was looking for and I ended up falling in love with him but it was never whole heartedly. My heart belonged to the person standing right infront of me and I had to let him know. Mna: Im afraid to say this outloud but Ill go ahead and say it anyways Ndisakuthanda kakhulu futhi. He smiled in that same way that made me realise that Yonakha was his. Sizwe: And you already know that youre the keeper of my heart..but promise me that youre not playing with me like you always do. I shook my head. yhoo Bongie uba ungabona intliziyo yam kanjani,ngase ndikubambe ndikuqinise but ndiyoyika,ngathi uzakuphinda undphoxe Mna: Funny cz thats exactly how Im feeling right now,also promise me you wont break my heart. Sizwe: Never! Ive learnt my lesson. Mna: Because if you do ndakuhlaba uthi saa. (ehleka) uhlaba nohlaba na ngoku? Ndicela ihug yam please. I moved closer sendi ncumee. Sizwe: Ima apha mntanam nzakthatha ngo vah? Watsho ebeka umntana phantsi and we hugged,warmest hug ever I tell you..My heart was floating on clouds seyingathi zange ndahugwa before. We broke the hug and stood there looking at each other smilling,my heart was beating so fast I was getting out of breath. Sizwe: Ei ingathi ndiyaphupha maan. Watsho ephinda endihuger wabhoka xa kulapho umntana wamtsala nge jean ekhala. Mna: Yhu unomona ndiyasuka ke. Sizwe: Yeka umntanam tshini..ndiza kumbetha umama uyageza neh uthatha utatakho? Wamphakamisa seyehleka. Mna: Oh uzuzenze ngcono ngam emntwini omazi izolo. Sizwe: yabona kengo uyandi khathaza.uba ndandiyazi I would of been there for her. Kemnake ndandi thetha njee,zange ndiqonde uba izakungena kakubi kuye. Mna: Sorry. Sizwe: Akho smoko..wabanayo nembeko shaim. Mna: Mnxm ke. Sizwe: Bendikhe ndikhumbule nokuthukwa nguwe yazi. Mna: Kodwa inoba umntana ulambile ngoku. Sizwe: Bendicela uhamba nani torho, Mna: Sisiwa phi? Sizwe: Ekhaya...ndiyakcela! Watsho seyengathi umincile. Mna: ndiya bawela kodwa kudala ndingu sthubeni ndonqena abazali. Sizwe: Ok ke. He sounded dissapointed shaim. Mna: Maybe ngomso vah? Sizwe: ok..mandihambe ke,come here! He hugged and he kissed my forehead wancamisa nomntana wandinika. I love you guys ngase ndingemki kuni maan Mna: Same here..luv u2. Ndahamba intliziyo iqaqamba ingase ndijike. Zange kuphele ne2min ndihamba kwe gqi imoto katata yamisa. Mama: Izokhwela. Yayiza kuba yenye uba babe dlule ndisame noSizwe apha.Amagqwirha maka ndincame andiyo ntanga yawo ndimdala sukaa! Safika endlini ndabiza uPhelokazi wandincedisa sothula iiplastics,kwakukho nescooter seplactic esincinci sipink. Sazifaka endlini and started unpacking the groceries. Tata: Khanisapheni lho mntana ndimbonise imoto yakhe. Ndancuma ndodwa ndathi ku Phelokazi maka mse. Wamthatha waphuma naye phandle,saleqeka efestileni sabukela wabe emQhuba. Yhoo Qwathi uyaguga wadlala oonopi na ntangam? Yayi ngutat uSkhomo wase next door. Tata: Ey bayandi gugisa mpela wena aba bantwana. Him: Kunjalo kuthi sonke,ezam iintombi zigcwelise indlu ngabantwana nditshintsha nee napkeni fondini kunzima. Tata: Oh suba sayiphatha ntangam..aba bam abeva ndiba ngarhola amehlo hay benza unothanda basuke bahleke qha..Sukaa bayandi gugisa ngo bandenza isibhanxa sabo. Skhomo: Ndayeka kudala mna oko kuthetha ndabona uba ndiya zisokolisa. Tata: Masingene endlini eli langa listrongo. Sabhuduzela usuka kuloo festile sesihleka noPhelokazi. Mama: uWhoaw ndazala izibhanxa senigqibile khona ukhupha eza zinto? Phelokazi: Siphezu kwazo ma oledi. Mama: Mnxm ooAnga baphi? Phelokazi: Balele. Bangena ootata besakhe bafune nekofu kodwa bebe khalazela ilanga elitshisayo,ndayenza ndabasela gqiba ndatyisa umntana nam ndayokuthi dudlu ebhedini.ndandi khumbula uSizwe kengoku..I layed there day dreaming about him ndimane ndincuma ndodwa. Caba ndaye ndalala cz I was woken up by my ringing phone. Ndaphendula sendincume ngathi andivuki buthongweni. Hi Sizwe: Ndiyaku khumbula mna. Mna: Nam njena. Sizwe: ndiyeza kemna. Mna: haha ok. Shoo lunjalo ke uthando olutsha ibangse nincamathelana nihlale kunye okoko. Ndaphakama ndaybeka amanzi babe ooAnga bepheka,ndavasa isiqu sam nomtana ndampakishela ibag yakhe ndahamba ndayo zulisa ekhitshini ndincedisa eku phekeni. My phone rang ndayo yiphendulela eroomini gqiba ndakhupha ibag yomntana ngefestile ndayomthatha eKhitshini. Ndithe xa ndiphuma ndakhwazwa ngutata ndajika. Mna: Ta? Uyaphi ngeli xesha nomtana? Mna: Andiyi ndawo. Tata: Oh ungasi libali ke mntanam isitixo somnyango,kwenzela unga sokolisi abantu xa ubuya. Kudala ndaphoxwa but kule gem ndavele ndadana yangathi ndithiwe quba ngebucket lamanzi ndama bhunxe. Hamba ke ntombam uye kulo andiyi ndawo yakho Shaim uSizwe wayeza komela apho,I wasnt going anywhere..
Posted on: Thu, 11 Sep 2014 00:33:29 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015