Khawndifihle admin ndithandane nalobhut emane esebenza aphinde - TopicsExpress



          

Khawndifihle admin ndithandane nalobhut emane esebenza aphinde aphelelwe ngumsebenzi ndamnyamezela kuba ndimthanda naye ndibona ingath uyandithanda sabanomntana wandazisa kwifamily yakhe le ikulendawo sihlala kuyo wanelucky wafumana umsebenzi oryt obhatalayo after 6 months wath usayovela emakhaya .ndava kuthwa ubuye nomfaz ndamfounela akaphika wath ngumntu ekudala ethandana naye b4 mna qha ebekwenye iProvince.Andilali sistress ndilose neweight uthi uzosupport(a) umntanakhe its up 2 me if ndiyafuna siqhubeke ngothando bt ndazi uba ngeke ohlukane nomfazi wakhe.Ndiyamthanda ndithini? #MANDI
Posted on: Sun, 29 Sep 2013 12:44:55 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015