Khawugqithise apho admin wethu, Ndiyintwazana ena 25yrs - TopicsExpress



          

Khawugqithise apho admin wethu, Ndiyintwazana ena 25yrs ndithandana nomfana ona 26yrs, ndimthanda kakhlu shame but ingxaki yile yokuba xa ndimtakele uye andiphathele ukutya endingakuthandiyo okuphekwe kokwabo, nditya nje amacephe ambalwa ndithi ndihluthi ndibe ndizazi ukuba ndisalambile, kokwabo kuyathanda ukuphekwa umqa, umfino, umngqusho njalo njalo, azityiwa moss ezizinto zingatshuzanga ekhaya and ingxaki kukuba usoloko endithatha early kuba kukude kowabo, ndifuna ukuqonda ukuba ingaba ndenza into erongo na xa ndinokuithi kuye makandithengele nokuba ngu KFC xa ndimoutela? Pls dont judge me...
Posted on: Thu, 14 Nov 2013 10:23:19 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015