Mkhaya uyayiqonda ukuba stress ezi siya paralyze amalungu omzimba - TopicsExpress



          

Mkhaya uyayiqonda ukuba stress ezi siya paralyze amalungu omzimba uphele uhamba nge wheel chair? Uyayiqonda ukuba abukho ubomi obungena stress apha emhlabeni? Jonga sine interest rate hike ngoku, imali esiyifumanayo kwimivuzo yethu ayoneli ibasic needs zethu. Uyayiqonda ukuba xa uSENSE emana ekuxelela ngokuba uya gym sukube ekhuthaza wena ukuba u-gym nawe. Sukube engakuxhomeli okanye ekunkunzela? Uyayiqonda ukuba uSENSE xa e-gym aka control weight, ntokunayo ucenga impilo? Izigulo zigxothwa kukutya ukutya okukuko kunye noku gym. Yenza uphando uve ukuba sikhona na sports person wakhe wava kusithwa si paralyzed, sports people only get paralyzed ukuba uye wakruneka okanye ungqutyiwe ngomnye umzekelo kwi rugby. Hlukana nokuzisizela mkhaya, zithande uzingce and get out of your comfort zone and gym day in and out of your life. That is a good investment for your health. Futhi hlukana nokundixelela ngobu too white bam. Andiyo coconut tu, ndizalelwe ndakhulela elalini njengawe lo. Kaloku wena xa unesazela sokungafuni to get out of your comfort zone and do things out of the ordinary uzokonwaba emphefumlweni, usola abantu ngokuba white. #SENSE *eqalisa uku gym kwakhe*
Posted on: Fri, 18 Jul 2014 17:20:52 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015