Molweni bantu benkosi ndili lady elina 34 lalapha nu2 ndine ex yam - TopicsExpress



          

Molweni bantu benkosi ndili lady elina 34 lalapha nu2 ndine ex yam ekwangu tata womntwana wam bt waye watshata enye intombazana so bahlala nu6, yena ungumntu one mali nakowabo so hs kinda of a bully even ne mali yomntana akayzisi qha uthenga ukutya abhatale imali yeskolo so friday uye weza ezise into zomntana wafika ndivasa so ndanxiba nje igown ndayomhoya sathetha nje ngomntana so ndamcela ukuba anmele ndiyonxiba erumin ndithe ndisathambisa wavela wangena nd forced himself to me xa ndimnqandacakanmamela whts even wrs akafakanga ne condom, wayenza lento yakhe waygqiba xa egqibila wandicenga esithi lento ayenzileyo akayenzi kuba endintlonta uyenziswa kuba uyanthanda nd uyayazi andicwangcisi so ufuna ndiphinde ndimithe sibe nobuyelana, nam i ddnt pay attention klento beythetha cz i ws so bruised emphefumlweni cz kum ibiyi rape le bendenza yona so even today ucele sidibane, anfuni xoka bantu ndiyamoyika snc kwenzeke lento oko ndizvalele apha erumini andaz mandenzeni.....plz help me ithiwani into enje?
Posted on: Sun, 06 Oct 2013 08:22:37 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015