Molweni bethuna. Ndayazi abanye benu bacaphukile yilento yenziwa - TopicsExpress



          

Molweni bethuna. Ndayazi abanye benu bacaphukile yilento yenziwa ngu Nwabisa kodwa ayithi lonto mthukeni...bade abanye bathi yinjakazi. How can you call another human being a dog na bethuna? Abanye benu bathi uNwabisa uyayibaxa. Kuyoyonke lonto niyalibala singabantu sohlukile and nje sohlukile nje we deal with pain differently. Just because you were able to handle your pain doesnt another person can. And do you think Nwabisa knew that one day she would become a drunkard? Hayi zange bethuna but because life is so unpredictable it made her one. So ndicela sibonise irespect xa ucommentayo...unga commenti ngento engena nkuthazo...Nwabisa was brave enough to come clean about her life andiyeke ndisibhale so that you guys can learn from her mistakes. Nicinga ufeelisha njani xa efunda icomments zenu afike nimthuka? Hayi bethuna please maarn. Ndayazi bazoba khona abazo commenta bathi ndiyayiloqa into. Well ndiryt mntakabawo ndiloqe...yi page yam le...ndizoloqa kude kufike uYesu...ForeverLoqing. Anyway...jonga maarn zithandwa zam aninyazelekanga ukuba nizifunde ezi chapters zilandelayo ngoba its going to get worse...mhlawumbi noba ningabuya xa ndiku chapter 35...ndithetha nabafundi abanentliziyo ezincinci nomsindo okhawuzileyo ke. Otherwise man put on your seatbelts and take this long ride with me...and I promise it will be worth it. Bayandazi ke iold time readers zam...andibhali nje mna...all my stories leave with something valuable to help you through this journey called life. Ndanithanda ke bethuna kakhulu. Oh enye into le diary ibhalwa ngu Thandokazi Catcher...ndibalisa ngobom buka Nwabisa...so ningabi confused when people kwi comments refer to me as Sis T. okanye Mrs Catcher. etc... Chapter yenu nizoyifumana namhlanje qa andikho sure ngexesha. Enkosini...
Posted on: Mon, 15 Sep 2014 13:21:43 +0000

Trending Topics



Recently Viewed Topics




© 2015